Hi admin please hide my name...molweni bakhaya ndiyintombi ena 22 - TopicsExpress



          

Hi admin please hide my name...molweni bakhaya ndiyintombi ena 22 from port elizabeth..kukho umakhulu apha ekhaya esakhula elapha endlini othandana notamkhulu wam..uthi ungowase komani and waza ebhayi nebhaca wayelisebenzele kwaye badala ngoku notamkhulu ukhathazwa yimpilo..bendicela nindincedise bakhaya undifunela family yakhe oko bamazi buhlala ndawoni maybe unabantwana wabashiyayo kuba ungumntu ongafuni uthetha nge family yakhe igama ngu Sophie Frans ifani wase Komani ngumamntande isiduko...ndovuyiswa luncedo lwenu bakhaya..utsho admin xa uyifakile..Thank u
Posted on: Mon, 20 Oct 2014 08:36:50 +0000

Trending Topics



;"> Boa tarde pessoal, Vendo - Tiguan TSI - 2010 2010 - Preta - 65mil
50 RIBU MASJID DITUTUP Negara Mesir terkenal dengan jolokan

Recently Viewed Topics




© 2015