Hi beyla kofake apho ebahlalini and hide me pls ithiwani into enje - TopicsExpress



          

Hi beyla kofake apho ebahlalini and hide me pls ithiwani into enje bendingekho apha kwa bf ndisuka ekhaya I think ku less than I hour ndifikile xa ndifika u bf utipile uvule icango kephofu ulele ebhedini ndamkhulula izihlangu akandiva tu neblukhwe wasiyeka ngotrank ke sona isilabha siyesandisokolisa ndamyeka walala ngaso ndamvulela ingubo akeva tu,afta that ndamobhathisa even nangoku cwaka akwashukumi bt uyaphefumla cela ubuza kwaba baselayo inoba usele obuphi ubutywala angade angandiva xandisenza yonke lento and ningandivi kakubi lento ndimakendibuze kwaba baselayo I thnk bangamchana coz mna andibutyi nobeponti�� #BEYLA
Posted on: Sat, 02 Aug 2014 19:42:40 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015