Hi cc cela undfihle, ndingumama ndyahlalisana ndinaba ntwana aba4 - TopicsExpress



          

Hi cc cela undfihle, ndingumama ndyahlalisana ndinaba ntwana aba4 then abalendoda bayi2 so qho xa sixabana endibetha lonyana wam umdala uye alwe nalendoda and lendoda inomkhuba wovele ichithe grocery phantsi and iyi xube(mix) n yona eyayo imali iyayinxila ayithengi kutya n mna andiphangeli,ukutya ndikuthenga nge grant yabntwana, ndicela ucetyiswa ndithini ngesisigezo n nam ndidikwe kubhadula ndifuna ndoda eryt
Posted on: Tue, 14 Oct 2014 05:41:09 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015