Hid me please Ndingusisi ona 26 ndadlwengulwa ngu malume wam - TopicsExpress



          

Hid me please Ndingusisi ona 26 ndadlwengulwa ngu malume wam ndisenza u standard 7 wandithuma ehokini yakhe msiyomthathela icuba kanti uyandilandela wafika wavala ucango wandiphosa phezu kwebhedi yakhe phofu sele ekhulula endicinezele ndakhala ndaphelela lilizwi he raped me ndava kabuhlungu he took my virginity, emva koko wathi uzawundilaza zwke mdixelele umntu, za ndifika endlinwnkulu ndabe ndithukwa ngomakazi nomama ndivela phi ebusuku, ndabe ndinegazi ndathukwa kwathwa ndivela emakhwenkweni ndabethwa I couldnt tell I was so traumatized emva kwentsuku ndaxelela umakazi yonke into, waxelela umama kwane meeting kwathwa mayithethwe ngumcimbi wekhaya, angabanjiswa naye wacela uxolo kumama, zange ndixole umama yayisisithuko sakhe xandenze into, kwanzima ukuhlala naye endlini he use to torture me, andikrobe sendihlamba athi uzandiphinda, fortunately emva kokuba ndipase imatric ndayofunda e Mtata, ndancedakala ndahamba, kumhla ndagqibela ukuya kumama, am so angry with all of them andibafuni ebomini bam, and now bayansilandelela bazama ukuzisondeza kum, nsiphila kabuhlungu ngenzondo umama kwakutheni zamkele umalime ahlale nathi after what he did yayisenziwa ngabom na lento kum? kusweleke umakazi lo ndandithethe naye, uyangcwatywa next week kudala endibizisa andazi nokuba ndiye na please help me guys ndizawusibana nalanja ndithini? Kubuhlungu. Strand.
Posted on: Mon, 14 Oct 2013 16:33:08 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015