How do you end an 8year friendship. Kudala satshomana kodwa ngoku - TopicsExpress



          

How do you end an 8year friendship. Kudala satshomana kodwa ngoku I feel ukuba andisamdingi ebomini bam. Sikhula sonke sisela sihamba i-clubs. Kodwa ngoku we are over 30 years old and yena usenza lanto inye. Sometime ufumanise ukuba unentloni zezinye zezinto azenzayo. Into endicaphukisayo is that ezizinto zakhe zikhonjwa kuthi sonke sizitshomi zakhe. I have tried ukumcebisa ukuba noko ngoku mdala makakhule enze izinto ngenye indlela but saphela sixabana esithi mna ndinomona ngaye. I have decided ukuba I want out of this friendship mna but andazi noba ndiyenze njani lento. Do I just stop speaking to her okanye ndiyambiza ndimxelele i-decision yam?
Posted on: Mon, 15 Jul 2013 09:17:50 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015