I-girlfriend ye brother yam ifunda e-tertiary in another town. - TopicsExpress



          

I-girlfriend ye brother yam ifunda e-tertiary in another town. Ngoku kuthe ukuqala kwe holiday zeskolo wati u-brother wam lomntana uthe uzazotyela holiday apha kuye e-flat(ini). Kowabo uthe uphume neskolo. Khange ndiyithande lento but wathi u-brother wam akafumani chance yokuhlala naye lomntana xa eseskolweni and so this is the only time they can be together; Ngoku lomntana une – 2 weeks elapha and my brother tells me that she is pregnant. Xa ndibuza ukuba yenzeke nini lento, uthi yenzeke ngoku alapha. Xa ndimjongile u-brother wam he is excited and akanangxaki nalento. Mna iyandothusa into yokuba umntu abelapha for 2 weeks abe sezazi ukuba umithi. Ndiyabawela ukuyingenelela lento kuba andiyiqondi qha andazi ukuba ndiyiqale njani. What would you do in this case???
Posted on: Thu, 17 Jul 2014 09:16:44 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015