INSERT #155 (continues) I told her that she will call in the - TopicsExpress



          

INSERT #155 (continues) I told her that she will call in the afternoon. I had to talk with my mum ndimcele acenge umama kaPhumeza. In the evening i talked with mum ndamxelela that ndifuna abantwana bahlale pha endlini waphambana sana umama. Khange afune nokuva, i begged her and i told her that i will take care of the kids. Mum: awunamali Amahle uzokubondla njani? Me: ndiboleke then ill replace you after kuphume leyana yam Mum: uphambene mntanam? Me: mama ndiyakucela.. Baphila kabuhlungu ababantwana i started crying ndamcenga. Mum: inoba uphambene Amahle.. Uzobondla njani abantwana abanamakhaya wabo? Awunayo nemali ozobondla ngayo ababantwana Me: kuyafuneka ukhe uncede abantu mama.. Uhlala wedwa apha and you get bored.. Bazokuhlalisa xandingekho Mum: uve ngabani ukuba ndifuna ukuhlaliswa coz ndonwabile xandizihlalela ndodwa i begged her. Mum: sapha iphone ill call her ndithethe naye i gave her my phone and she called umakhulu wabo wathetha naye. They talked for a long time. Bayebavuma and they made few arrangements. Ndiyendavuya kakhulu esokuvuma umakhulu wabo. Mum: i wonder uzoyimela nah lento uyenzayo Me: enkosi mama i told the kids bavuya kakhulu. On a monday i attended a class then ndaya emsebenzini kamama. I stayed there for a while then i called Anitha and she picked up. Me: uhleli nabani? Her: im with Oluvuyo and uSinothando usandokufika Me: uphi utata wabo? Her: hes at work.. Awunqabe Me: im on my way but dont tell Sino Her: ok I went to checkers and i bought few things then i took a taxi eya kwaThando. I arrived endlini and Sino was so happy to see me. Me: uphi umntana? Sino: ulele in my room i nodded then i sat next to Anitha sancokola. Her: uSino kudala ekukhumbula Me: i missed him too Sino: sisi masiyobona umntana omncinci.. Hes sleeping in my room i got up and i went to his room. I layed on the bed next to Oluvuyo. Ebefana noThando ngayoyonke into. I kissed him. Ndiyendamteketisa while he was sleeping wade wavuka. I took him ndaya naye in the lounge. I then released uAnitha ndahlala with the boys. In the evening i cooked then ndayohlala with the boys in the lounge. Oluvuyo started crying and i made him a bottle ndayohlala naye in his dads room. I layed him on the bed then i layed next to him ndamncancisa. He fell asleep ndalala nam. Bendisebuthongweni when i felt someone kiss me. I knew it was Thando, he layed behind me and held me by the waist then he kissed my neck. I opend my eyes and i smiled, God ive missed that. He continued kissing my neck while moving his hands on my body. I looked at uOluvuyo and he was awake, sucking his fingures. I removed his fathers hands then i got up, i kissed uOluvuyo and he smiled. Oh petuna, he was so cute yaz. Me: hes cute yaz Thando: ufuzile i then layed next to Oluvuyo ndamteketisa. Thando: baby.. Im so sorry- Me: bendingezanga kuwe apha Thando i took my phone and i looked at the time, ibizi past seven and i had missed calls from mum. Thando: baby please forgive me.. I know i should have told you about uOluvuyo he explained yonke lento yakhe, he told me how into yakhe noYondlea started. Nyani ke she concieved ndingekabuyelani naye uThando. He also told me that ayikho into ebadibanisayo and bluh bluh, he told me everything nangento yokuba umhlawulile umntana. Thando: uYondela andisamniki iR5000 ngenyanga..She now recieves R1000 Me: ayindifuni keleyo Him: khange ndithi iyakufuna nam i regreted leaving uThando coz lento ebendixelela yona ngoYondela ibiyinyani. Him: kanti Amahle yintoni ingxaki yakho? Sixabanela into yokuba ndinomntana okanye into yokuba ndingakuxeleli ngaye? Khona how is that a big deal coz ubukhe waphetsula apha and i never left you.. Wena kutheni ungazukwazi ukuhlala nam phantsi sithethe? Uzokubaleka kude kubenini? Uske wa-childish marn Me: Thando i do not have a problem nomntana wakho.. Eyonanto indonyanisayo yinto yokundifihlela into enkulu kangaka undenze nesibhanxa phambi kwetshomi zakho Him: ndiyaxolisa Sinombulelo Me: undibhanxa uyazi ukuba uzokucela uxolo Thando.. Awudikwa kukundikhathaza oko? How many times have you hurted me ndikuxolele? How.. How many times- i stuttered. Him: im so sorry sthandwa sam he cuts me off and an unexpected tear fell from my eye making me stop stuttering, i quickly move my arm to wipe it but his soft thumb reaches it before me and slowly cups my cheeks pulling me towards him for a hug, i slowly slide my hands around his waist and hugged him back. Him: i hate it when we fight Me: me too Him: i wont keep anyting from you again.. Please give me one last chance i nodded. Me: i love you i meant that with all my heart. Him: i love you too nangona undibaleke inyanga yonke nje Me:kungenxa yakho.. I love your son Thando.. We have a connection marn.. I cant describe it.. andikuthumi ke ukuba undizele nelizwe lonke.. Khawuyeke ukuzala ngoku
Posted on: Sat, 10 Jan 2015 16:30:53 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015