INSERT 39 As I was sitting outside crying for no reason, I had - TopicsExpress



          

INSERT 39 As I was sitting outside crying for no reason, I had a bucket of cold water poured over me,I looked back and it was themba Me: hay bo themba wenzani? I was suddenly feeling like myself again Themba: uqhunyiwe awuzoni? Me: ndiqhunywe yintoni? Aykho ke le uyenzayo Dad pulled me inside I thought nzobethwa kengoku, but he was just so calm and asked Dad: sipho uyenzeni imali? Themba: uyisele lo Dad: themba andithethi nawe, sipho ndithi uyenzeni imali? This wasnt a hard question but I just didnt have an answer for it Dad: yabona ke awundiphenduli? Ndizo phonela amapolisa ngoku ngoba clearly we living with a thief apha endleni Police? But I dnt ever wanna go to jail mna ndazicingela ngaphakathi Me: ikuphila malume Dad: ngubani uphila? Me: ngomnye umfana obebane endi grogrisa ngondibulala wathi ngenye I day ndibe I wallet yakhe ebine mali I told my dad everything, I was just too scared of going to prison Dad: kwathini ungandixeleli earlier sipho? I became silent Dad: sipho ndiyabuza, awundithembi kodwa ndinguyihlo mfo wam? I looked at him in the eyes, his face and voice could tell he was very disappointed in me Themba: ufunubethwa lo ayikho enye Mom: wena ubethwa ngubani themba? Wathula uthemba Dad: sipho ndiva ngothemba apha no sisi wakho uba ubungabambeki, niyisele lemali nalo phila? Me: hayi malume Mbalis phone was ringing Mbali: hello mama... Ewe... Kwangoku... Ok Mbali: ndi phonelwa ngumama uthi masidibane Dad: ok Wahamba umbali Dad: sipho masihambe siye kulo phila wakho Me: phila is very dangerous dad Dad: do I look like I care? Masihambe This time ebengandicengi. He grabbed me by the neck and told themba to drive we going at philas place But the only problem was andimazi uphila uba uhlala ndawoni kodwa ndiyalazi ikasi lakho And so we drove to that location, I was the one doing the asking about uphila one citi golf we pumpedd in another lady I asked her Me: sorry ma, ndicela ubuza uba uyamazi umfana okuthiwa nguphila one citi golf, he was recently in prison Woman: ndiyayazi londlavini, umfuna ntoni umntu oyingozi kangaka? Me: uhlala ndawoni mama? The woman showed me and said phila doesnt have one car but many of them, We arrived at philas safumana intwana encinci Me: small uphi ubhuti wakho uphila? Boy: usesbhedlele bhuti Me: kutheni? Boy: ebekwi car accident Me: uyasazi esisbhedlele akuso? Boy: ewe We let the boy inside and drove to hospital My dad kept asking kwezi nurse about phila One nurse showed us where he is, we all went there me, dad and themba We were not only suprised but shocked to find mbali in philas bedside Andikagqibi ngawe or ur brother mbali once said these words to me, could she be the one who told phila to make my life a living hell? But then I thought no, it cant be, how did she know that siyazana nophila? Anyway the big question was what is she doing here?
Posted on: Fri, 30 May 2014 13:57:00 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015