INSERT 41 ndiye ndathula kakhulu and was just amazed by this - TopicsExpress



          

INSERT 41 ndiye ndathula kakhulu and was just amazed by this call, i mean why would she want to see me kanti? Mbali: are you there? Me: ewe mbali: uyeza ke? Me: kutheni ungazuyithetha over the phone lonto leyo? Mbali: ndiyakucela sipho please torhwana me: no, veluyithethe apha e phonini mna ndizi apho i knew i had a soft spot for her if ndike ndaya pha izophinda indifake engxakini futhi, but another part of me really wanted to hear uba ufuna uthini lomntu mbali: ndiyakucela torho sipho andizu waste ixesha lakho me: sewuli mosha moss ngale phone call yakho and i decided to cut the call short, ngoba nzogqibela sendivumile themba was due to appear in court tomorrow, and i havent seen him in a longtime,salala ke then savuka early in the morning, i was the first one to wake up getting ready to go to school dad: uyaphi? Me: ndiya eskolweni dad: awunoya kaloku namhlanje, uthemba uyavela, kafanele siyompha i support i court ibingezozinto zam, me: my being there ayizukwenza mehluko moss dad: mhlambi kuwe but kuye izowenza ke me: sibhala i test namhlanje, i really cant miss it malume dad: fine, yeka xa ungafuni, kodwa you should know u bhuti wakho ebengabuvuyeka ubukho bakho pha me: if ndagqiba early ndizoya my mom dad and uncle sihle left, mzuzwini behambile i received a call from thando, ebendi bora ke, ngoba uzosabe eloqa into eninzi, and im not in the mood namhlanje me: yintoni thando? You should really get rid of my numbers wena thando: yhe wethu, u themba undi phonele he says he is appearing in court today, uphi wena? Me: ndikude mfondini thando: so awuyi? Me: nzobona thando: khondinike amagama we nkuthazo wethu ndiqine pha, andifuni xa ndimbona pha umntu wam ndisabe ndichiphiza inyembezi, i want to be strong, atleast for him me: really na mfondini? Youre a man ungakulinge ukhale, thats all i can say thando: mxm you such a bore wena sipho, why cant you just advertise a lady? me: (laughing) you mean advice right? Thando: yeah!! Whatever sharp he dropped the phone, ndabe sendigqibile ukulungusa i went to school and there wasnt much going we were given an assignment kuphela, mbalis friends kept asking me uphi umbali and my response would be ngumngani wenu you should know it was time to leave when mbali called again me: hello! (ndidikiwe kengoku) Mbali: uyeza or not? Me: andizi she dropped the phone, ndacinga maybe i should go in there, kodwa NO i cant, that woman is trouble nje, i thought i should call thando and hear uba how did everything go, but his cellular was off, so i went straight home no one was there when i arrived, i called my dad, his phone went on and on he didnt answered, my moms was off, now this was starting to worry me ndahlala i think it was almost two hours ndihleli when they all arrived, ndabakhawulela me: uphi uthemba? Dad: khome singene endlini sipho i could see my moms eyes were red from crying, and that could only mean something went seriously wrong their mood was just spelling it out to me that themba is not coming back
Posted on: Sun, 20 Jul 2014 12:49:01 +0000

Trending Topics



body" style="min-height:30px;">
Não gosto de fazer publicações....mas este texto eu não

Recently Viewed Topics




© 2015