INSERT 56. guys stop it already said Loid who was already in - TopicsExpress



          

INSERT 56. guys stop it already said Loid who was already in the car. Yhoo khange simve naxa engena besizixakekele kaloku thina Lux: yhe tar yinton le ikubuyisa early na Loid: yhe baba masambeni angabhaqwa lo mntu Lux: yhey tar uzongena njani uInga? Loid: Inga khawundijonge i turned and looked at him Loid: yhoo mhle lo mntwana bra ungalinge udlale ngaye Lux: asoze baba shes everything i need if not more but ke ndicela ungaphinde umncome uzogeza Loid laughed Loid: haybo sundixelela uba awumncomi uInga Lux: yhey fokof we all laughed Loid: khawtsho ke yihlo, uzomfaka njani uInga? Lux: uzongena ezantsi kaloku Me: ezantsi kwantoni? Lux: kwetoilet baby kukho isikrobo phayana Me: andizukwenza loo nto mna Lux: hayke inoba uzongena njani ke mntwam Loid: uzoyenza ngqo ufane nje wanenkani Lux laughed Lux: uthi bra uzongena ngenkani they were making fun of this thing ndase ndangazi noba mandiyikholwe na okanye ndicinge uba bayadlala na. Sahamba ke sayofika apho besisiya khona phofu ndeva ngoLux esothuka ndaqonda uba sifikile apho besibhalele Lux: yhe mntakwethu zibomvu Loid: misa imoto wemisa uLux ngoko nangoko Loid: yizani apha Lux: baby masiyokhwela ngasemva kuzoqhuba uLoid azange ndibe ndabuza nto ininzi ndehla ngoko nangoko ndayokhwela ngemva noLux wajikela ngaphambili uLoid and drove off Loid: ndiyangena ke Dyani Lux: uzongena uthini? Loid: ndizoyomisa ngasetankini then nehle nina nizozibonela ke uba nithini Lux: yhoo ok ndandingoyiki ndiduda phofu ndabe ndimbona uba noLux akasamnandelwanga ngoku. Kuphele tu okwakugigitheka bebenako. Ithe yakungena egatin imoto wandicela uLux uba ndigobe hayke andaxoxa nam ndagoba. Yamisa imoto kwathwa mandiphume ndime emva kwetanki. Ndathi ndisaphuma kweegqi abantwana ababini beleqana beze kule moto nako ke ukubuliswa ndamaya-mayaza ndabe ndiqonda nje uba andizuphendula. Lux: niza thatha apha use endlini Kid1: andifuna Lux: hamba ke apha andizukupha imali yam ke wakhawleza umntwana wathatha ibag yam wangena nayo endlini sogqiba wakhwaza ngokhwelo Lux: khawleza hambongena kulandlu inala mntwana ndatsho umtsi nje wamnye ndayongena. The girl looked at me ndavele ndanentloni yangathi uzondibuza ba ndizothini apha. Few minutes after that wangena uLux and handed the girl iR20. Wabulela umntwana waphuma Lux: im sorry baby Me: ngantoni? Lux: ngayo yonke le nto yenzekileyo today Me: no need to be sorry baby yhazi bendicinga uyayibaxa Lux: yhoo kube lula nangoku kuba kukho ugogo yedwa oomama basezantsi ba bebekhona ubungazungena nix Me: yhoo iinto zothanda uhamba ngoba akukho apho bendisiya khona he laughed at me wazondincamisa. We kissed untill saphazanyiswa nguLoid. Loid: yhoo hayke nina. Ubhaqiwe ntwana Lux: what? Loid: jha ukubhaqile uNduku hambomqhatha kwangoku bengekafiki oonozala Lux: ndizomzama ngeLimosin Loid: anganxili ke ayithethe yonke liright ikhamba uyamazi nawe laa mntu they laughed Lux: baby ndisayothenga ikhamba ndizoqhatha ugogo ndimvale umlomo uyeva Me: ok mylove he kissed my forehead then baphuma. I was left alone ndakhulula izihlange ndaqabela phezu kwebhedi. Le ndlu was clean ayinazinto zininzi but ke ezibalulekileyo zikhona zona and kukho netv. Bendisozela kamnandazana and ndiqonda uba ndizolala kanti ndikhe phantsi kwaqhuma uthuli. Wee gqada uLux ndisozela njalo wakhulula izihlangu naye wangqengqa ecakwam Him: uright baby? Me: fine baby, wena? Him: good. More than good now that you are next to me Me: mhmm he kissed my lips i responded. We kissed ke ixesha elide. The kiss became so hot and kinda saying i want you. We undressed each other untill we were both total naked. He opened my legs so he could enter but i refused Him: please baby Me: iphi icondom baby Him: andinayo baby Me: njani kodwa ubuyazi uba ndiyeza Him: ndizilibele Inga please masenze andizuchamela kuwe Me: once heard that song wachamela kum Him: so awufuni? Me: nop Him: ok waphakama wanxiba then waphuma. Ndaphakama ndanxiba oku kwam then took my phone and called him akaphendula. I was fuming with anger kaloku akanondishiya ndodwa uLuxolo kowabo ndaqonda uba yaphela i30 minutes engabuyanga ndizoyomkhangela uzondibona kakhle. But ke ngeluck wabuya Him: masiye evenkilen Me: sophuma njani? Him: awufuni again? Me: hayke Luxolo ungakulinge kaloku Him: wena yintoni ebibangela uba ungazinazo iicondoms xa kucaba uzifuna gqitha kutheni le nto ufuna ibe yimhemhe yam oko nje Me: ngowutshilo Lux ba mandize nazo kaloku bendizozithenga Him: mxm sakhe secwaka ixesha elide Him: masiye evenkileni ugogo akekho andaphendula but ndaphakama ndanxiba izihlangu then sahamba. Besithule apha endleleni, bendinomsindo maarn but ndingafuni kuthetha avoiding ingxabano. Safika evenkileni kugcwele abafana phandle ndase ndadikwe. Uyabazi ke abafana ngesigqezu xa bebaninzi but sangabahoyi noLux sangena ngaphakathi kwabe kukho abantu abambalwa. Somegirl came to us yafika yahuga uLux then kissed his lips Lux: umithi? Her: yep 6 months him: so umithiswe ndim? What? I was shocked shame kwakungase ndife.....
Posted on: Mon, 28 Jul 2014 13:56:20 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015