INSERT 96. SUMMARY Emva kwesingcwabo sikaZimbini ndaye - TopicsExpress



          

INSERT 96. SUMMARY Emva kwesingcwabo sikaZimbini ndaye ndabuyela ekhaya eZithulele. Ubomi bam babungase mnandanga nje tu. I was always lonely nomvandedwa wawudlala ngam. I tried so hard to make myself happy again but ndandingakwazi nje. I finally decided to let go of Lux ndahlala nje ndodwa. I went to church every Sunday but that was not enough so i ended up going to church naphakathi evekeni kwiservices zalate. One Sunday i testified ngobom bam and how lonely i was. One family from the church decided uba bazondincedisa ngofunda. I applied for the leanership ndayifumana and applied eWSU ndizofundela uba ngumiss. Ngoku ndiseWSU i became an SCO member. Ndayile mamber i active ke futhi and that helped me a lot ngoba bafumana neefriends ezinothando. They were more like brothers and sisters ke kum. My life was never rosey and easy but kuyo yonke loo nto ndandidibana nabantu abanothando abantu abakwaziyo ukuthi hayi Inga ube wrongo. My mom, Zimbini, Grann, Dad, Lux, Yaya, Sihle and Church and SCO members really made me the strongest girl that i am today. THE END!!!
Posted on: Sun, 26 Oct 2014 13:04:26 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015