Insert 100 U knw anger is a very dangerous thing I tel u. I was - TopicsExpress



          

Insert 100 U knw anger is a very dangerous thing I tel u. I was so mad @ uVuyo nd I wanted him 2 c dat I cn still live without him. I started feeling on my own nd I missed ma mom. Even thou I was nt sure hw she wud feel bout mi being pregnant @ 16 bt I felt sumhow she wudve helped mi get thru ths whole thing in a better way bt ke everything happens 4 a reason. Maybe God knew dat if I grew up in ma mums presence I wudnt b able 2 stand on ma own 2 feet. We finally broke da kiss nd I suddenly felt uncomfortable ndasuka ndatsiba ndaleqa emnyango Him: aybo uyaphi? Mna: Im leaving ndigqibile moss upheka. Him: ay wethu plz relax#watsho endibamba ngengalo wandisondeza kuye# Funny enough I felt safe again ndancamathela ndamamela nam. Ethubeni ndide ndafuna ukuhamba manyan nd besekubanda ke ngk ndabe ndinganxibanga kwajersey. Him: mandikuboleke ijersey Mna: yhoo! Xa ndidibana nabantwana baseskolwen ndinxibe ijersey yakho? #ndatsho ndiqhale amehlo# Him: abangen ndawo apho moss. Watsho waykhupha wandinika, ubemncinci ke ubhuti ngesiqu ndivele yandnela kwalo jersey yakhe ndaphuma ndahamba. Apha endlen ingqondo yam ibibethana sana wena wakhe wayiva la feeling xa uvume umntu omtsha use ubene expectations ezininzi ezixubene nokoyika. Olwam ke uloyiko ibilolwezintombi sele kuthwa unazo zintathu, nd eli qhajazana linguPam belibalwa nalo apha, with dat gal ke theres always a drama. Ndihambe ndade ndayofika egxamesin lethu ndafika ezi zingoZuky zihleli zindilindile. Ndithe kwa uba ndinngene ndinxibe ijersey kaTitshala, yhuuuu! Bangathi babona isporho. Nomaswazi: haybo! Kanjalo nje? Mna: kanjan ke? Noma: ayojersey kaSir nale? Mna: ngoku yinton ngxaki xa ndiyinxibile ndigodola? Zuky: hahhhahahaha! Ndike ndaybona ke lento uba iyaphi Mna: awuvuyi wena usisangoma ubona izinto ngewukhe undibhulele le test ndiyibhala ngomso ba kuzophuma nton kuyo. Ndatsho ndangqala ebhedin yam ndathatha ncwadi yam ndafunda. Bendingafun kwa uba babe bendibuza ngoba bebezobe begcwalisa ngqondo yam ngovobe lo wonke so I had 2 kip it short. Siye salala ke ebusuku ekuseni savuka salungiselela uya eskolwen nyan yatshaya njengesqhelo. Okokuqala bendingayazi noba mandiyphathe eskolwen na lejersey yalomfo cz bendingafun ibe ngathi ndenza excuse yophinda kwakhe ngokuthi ndisa ijersey. But either way ndaqonda ba if uyaybuza ndizazoylanda ngebreak xa engaybuzanga ke ndisezokhe ndiygcine. Siye saqhuba ke iskolo yafika period ye Accounting njengsqhelo. Ummo wam ke ngeperiod yeaccounting bendihlala phambili bt namhlanje ndaqonda andizulunga ndayohlala eback. Iqhubile iclass emane endeba nganehlo lo mfo ndithi xa ndibona ba undijongile ndibalekise awam xa engandijonganga ndimebe oku kwam. Finally yade yaphela le period, yayingathi bendiminxwe ngento endingayaz nd ingathi abantu bayayiboina ba ikho lento siyenzileyo. Ude waphuma ke uphela kweperiod wabuyela estaffrum saqhubeka nezinye iclass, ngevreak ndavula ifoun yam njengesqhelo. Ndithe xa ndigqiba kuyivula kwangena imsg ebhalwe kanje I knw u myt think wat happened yesterday was a mistake, bt 2 mi it wasnt nd plz ndiyakucela lets nt fyt this gud thing going on btwin us. I lyk u nd I want u 2 b mine. I promise u andizuxelela mntu if dats wat u worried about cz ndiyakubona uyaboyika abantu Yhoo bendingaz noba mandiphendule, if ndiyaphendula ndizovele ndithin na kutitshala? Yhu ndavele ndenza ngathi andiybonanga tu ndacika ifoun ndaphinda eclassin. Saqhuba sade saphuma iskolo ndavula ifoun yam ndabuyela endlin, ndithe xa ndigqibongena endlin kwaphinda kwangena enye iSMSU ddnt respond 2 ma msg, andaz noba bungena airtym na or bungafun uphendula bt either way lets jst assume ubungenayo, I wud lyk u 2 use ths 1 ke plz 3215........ , wabhala ke inumbas. Ndafaka airtym xa ndisithi yho! R30. Ibininzi ke kum leyo andifun kuxoka. Ndakhe ndacinga ba ndizothin kanene xa ndiphendula. Ndabhala nam I jst dnt knw wat 2 say, I olready heard dat u gt 3 galfrnds @ skul so andazi ba mna uzondenzani Lol ewe ndandiybhale kanje qha ayikho enye into endandiybhalile. U knw @ this point ndandimkhumbula uNosisa shame. Shes da only frnd esasincokola izinto ezakhayo naye. I rember sisesejunior sinama boyfrnd azichommy efuna apha ukusitakisa sivele sithi soze! Nd sasizixelele ba soze silale nankwenkwe thina singekapasi u10 bt I dnt knw wat happened 2 mi. Emva kwemizuzu ethile ndimphendulile he coled Mna: helow Him: hy, yhe nana ngoban na lamantombi uthi ndinawo eskolwen? Mna: nguPam,Yamkela lo waseclassin noZimkhitha. Him: aybo abo bantu bonke bohlulwa kukuziphatha ndohlukana nabo Mna: hw do u knw ba mna ndizokwazi uziphatha? Him: cn I cum 2 u sithethe plz.. Mna: phi cz ndihlala nabantu Him: cela uze ke sithethe ke wena Mna: ay andazi ndizobona. Hay bendisoyika kalok mna ubonwa ndiquqa kwatitshala. Him: plz tana ndiyakucela. Mna: okey ndizoza ke. Him: thnx ndizokulinda Mna: sure We hung up. Ndapheka ndagqiba ndathi chuu uya kuloVuyo ndicinge umntanam. Apha endlelen ndadibana nomakaz#mama ka Nasy# Her: haybo! Uhlalaphi na? I wanted 2 sayewe aunty ndiyaphila unjan wena? Bt I ddnt hv da guts 2 do dat cz bendimhlonipha even thou ibindidika ndlela andiphethe ngayo Mna: ndiyagxamesa kwatatundlovu Her: heeee! Hay mntanam uba bekuthwa imizi iyafukulwa ngendiwufukula lo wam ndiyowumisa kwenye indawo ngoba ndiyayoyika nje indawo enawe, sawuphela kukuhlazeka. Zange ndibenayo nempendulo yalento ayithethayo ndase ndancuma ncumeza ngoba ndandiphoxekile. Ndandingazazi kalok ba ndilihlazo olo hlobo loba umntu angade athuthe umzi.
Posted on: Sat, 01 Nov 2014 18:52:18 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015