Insert 108 Umhlaba mncinci nyhani shame,whoever came up with - TopicsExpress



          

Insert 108 Umhlaba mncinci nyhani shame,whoever came up with this Unyawo alunampumlo was so right and clever..Eshee ndandise ndasineka mntwanenkosi. Nelisa : Hayi mandincanywe ndiyakwazi ukufanisa. Me : Yeah. Nelisa : Uright? Me : Yeah. Nelisa : U sure? Me : Yeah. As much as sidlula ezintweni,but there are just those things you cant just forget nje completely zikushiya unesingqala when you think of the time&effort you wasted ngokuba kuzo.But ke there are just some things esifunda kuzo ngokungqubeka kuzo,njengangoku ndisazi uba not everytime unyamezela uzawufumana umvuzo,sometimes uzawufumana a wounded soul and a broken heart. At that moment I thought of the times endandimthanda ngazo uKamogelo ngathi ndiphambene.Ndimxolele kuzo zonke izinto zakhe eziphambeneyo,and that Aseza thingy was the last no. I tried accepting that too but my heart couldnt take it anymore shame.It was fed up..some people only realise sekulate ukuba bebethandwa... Nelisa : Hee voetsek wena,umntu oright unje ngawe? I smiled.... Me : Yeah Im okay. Nelisa : Cant you stop with these yeah answers? Me : Yeah I can. Nelisa : Uyadika uyeva? I smiled. Nelisa : Im sorry girl,I didnt know tha- Me : Its okay maan I wasnt married noKamo,ndandiyi girlfriend qha.Were not dating anymore and no we did not break up because of your sister,I chose to walk away. So akhonto inam noKamo,ndicela sidlule ke ngoku kuyo. Nelisa : Yes maam! Me : Good. Nelisa : Lets go out ke friday night,Im paying.Ndizawubasure uba uright nyhani. Me : KuseMonday Nelisa kodwa sewucinga nge Friday? Nelisa : Imizuzu ayimanga,iyahamba kaloku.So sizawufika Friday,ndicingela ingomso. Me : Mh okay then. That is how our friendship started,that woman knows exactly how to have fun.There is just no weekend ehamba nje kuye,ngaphandle kwaxa egodukile ke. Jonga ke ungacingi uzawudibana naye ediniwe or etheni,usoloko efresh.Uyihamba yonke lento yakhe ukusuka Friday,athi Saturday noba ubuye Sunday morning kodwa soze aphoswe yinkonzo tu Sunday.Uzawube efresh futhi.Inobanasesikolweni wayezeziya type zihamba ishow almost everynight but apase ukodlula wena usoloko useLibrary noba kuphi ke apho ufundela khona. She was one crazy soul,I loved her though.Gosh there was this song eyayindikhinya njani awayeyithanda ukuyicula ufike esithi uculela mna inoba ndandinje ukufika kwam apha,u Mama say a prayer ka ausi Dolly. Uyayiqonda mos that sometimes into oyicaphukelayo ide ikungene apha entloko,uzibone sele uyenza nawe...so this other day ndihamba noPhiko,sivela ukuyokwenza i shopping yempahla yakhe.Ukhe uyibone laa moment yoba kuthuleke kube kungekho nto imbi kodwa.Kanye ngaloo moment ndise ndicinge esa sbhanxa sakwa Mbali singu Nelisa so ndicule laa ngoma ayithandayo. The bright lights of the city are a pretty sight to see Perhaps theyre extra pretty to a country girl like me Temptation waits at every turn and it wont let me be So mama when you pray tonight say a special prayer for me I miss your tender good-night kiss of love and understanding The goodnight kisses I get now are cruel and so demanding Phiko : Uyacula nana? Me : Mh? Phiko : Ndiyabuza uyacula na? Me : Yoh,ewe..mxm yazi iyandidika nale ngoma ndiyiculayo ithandwa nguNelisa. Phiko : Mmh. Me : Yintoni kanti? Bendiyila? Phiko : Ha.a qha some songs zithumela umyalezo. Me : What message? Hay maan. Ehake Pk! Phiko : Ngekhe wazi baby,a message can be sent in too many different ways. Ubeserious njani elo xesha. Me : Come on Phiko,yingoma nje qha le. Phiko : Impazamo yam yabalapho ke,ndacinga yingoma qha.Little did I know that it meant something. Me : Mh? what are you talking about? Phiko : I was dumped ngengoma kwi relationship endandikuyo before le. Yhu jonga I wanted to laugh,kakhulu futhi qha bendingakwazi ndlela le ebeserious ngayo.Kodwa andikwazi nokuyifihla intsini so bendinguloo mntu uyimumathileyo ke. Phiko : Ayikho funny tu lento Iphendule. Me : Sorry...yoh walahlwa nje kanjalo,kwathini na? Phiko : Ukuthatha kade ungakuthini yesees maam,lo mtana whenever sihleli sobabini usoloko edlala lengoma.Mna anditholi ukuba iyathetha le ngoma,qha ndizobona uba uyatshintsha xa ndiqaphela leyo ndafumanisa ukuba uyacheata and its been a while.Ngoku I listen attentively kwingoma... Me : Kuxolo,but ndicela nje wazi that ndingu Iphendule Maya,ungaze undifanise nomnye umntu esp.not your ex girlfriend.Xa kunoze kuthiwe I want out,ndingayenza loo nto decent ndikuxelele apha ezindlebeni.So ndicela izinto ezenzeka kuloo relationsjip uzishiye phaya kuyo,yeyethu le.Sizakwenza izinto ngendlela yethu,okay? Phiko : Okay and Im sorry. Me : Uxolelwe. Phiko : I love you nana. Me : Yi draw sani. Phiko : Awuphaphi nje. Me : I know njena. I remembered the time he thought I was cheating uba wayenjani,the guy was wounded.I was wounded,my baby and I were wounded futhi inxeba lilinye.Sasizawupholisana,siphole sobabini..kwakunyanzelekile.
Posted on: Sun, 26 Oct 2014 16:10:34 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015