Insert 11 It was now sunday, monday kuzovulwa izikolo iwas - TopicsExpress



          

Insert 11 It was now sunday, monday kuzovulwa izikolo iwas both excited en nervous idnt knw why maybe it was bcz ndizobona Viwe but ke ndandibawela ukuhlala naye coz oko sasithandana efounin ,iwas abt to do grade 8 ke . Wafika monday iwoke up ndalungiselela ukuya eskolwen ndakama eyona hair style ezondenza ndibemhle kodwa ke inwele zona zazimbi zingekho relaxed usisi wathi akanamali yena, ndazama ke ukuyenza lo hair style yazameka noko. I den went to school on my way ndadibana no Ano ndasoske ndahamba naye Me:hey gal friend Ano:hei u Me:unjan ke gal Ano:ndiryt wethu njan wena? Me:ndiryt nam qha ndiyoyika mntam yho Ano:woyika nton ngok Me:namhlanje ndizo bona uViwe klk mbhem Ano: yintoni eyoyikisayo kngk apho uyaluma nha ngok Viwe Me:mxm uske ubenje ke wena ndikendasho ba uyaluma Ano:umoyikanto ke omnye umntwana khona theni ngenzanga intloko ngahle akulahle kwalo Viwe wamabhongo, ngathi umbi kangaka ucinge uzachazeka libala sisi Me: (yhoo andadana ndathi loxo) am I dat bad nha Ano mfana Ano:lol u more dan bad ntombi Wabe engasayihleki Ano sana, ijxt kept quiet iddnt hv much to say iwanted to cry but ndizothi ndikhalela nton. Ndizokhalela ukubambi or ukuhlekwa ngu Ano or ukulahlwa ngu Viwe mxm ndase ndadikwa. Safika eskolwen sayohlala phantsi komthi oko ndithule ndicinga lento yobambi, kwafika nabanye abantwana ke kwancokolwa kubaliswa nge hollies, ke mna iddnt hv anything to say kuba eyam holiday it was the worst so ikept quiet oko bethetha nje bona kwathi gqi imoto ekhwela Viwe den wehlika yho andancuma but yena he ddnt see me, kwakhala ntsimbi saya kwi assemble kwathetha principal den waqiba. Sakhethwa ke abanye bafakwa kwa 8A abanye kwa 8B mna ke ndandikwa 8A worse ndafakwa classin enye no Viwe yho andachaphuka sani but ke. We den went to our classes, ndingasena ntloni wabe emane endijonga Viwe qha wayendeba ngelihlo yade yaphuma break ndayohlala no Ano Me:yhu ndikuxelele ndikwi class enye no Viwe Ano:yhooo nyan mntam iyhooo Me:kubi ntanga Sathi sisahleli kwaza 2 girls apha kuthi 1 of dem waz Viwes sister en her friend Viwesis:molwen Us:hey Her:ninjan Me: we good en u Her: we also gud. Erm ok icame here to tell u this I want u to leave my brother alone okay Me: and wat makes u think amma do that? Her: first of all I dnt think iknw en secondly his not ur type okay Ano: heyyyy hold it ryt dere, jonga ke nono okokuqala andikwazi noba ungubani igama lakho en andirhaleli nokwazi, en jonga nhe hoya indaba zakho coz wena ushiywa ngok ume apho lento imanzi le nxaaa khasuke futhi phambi kwethu uyohlamba amazinyo Yhooo andayihleka sana washwaca wahamba evutha enjalo en akhokwanto wayezoyenza ntanga, we then high five. Only God knws how much ilove dis girloo. Anyway kwaphuma isikolo ndathi Ano makandishiye coz ndifuna ulinda Viwe I really missed him, wahamba Ano ke ndama gaitin eskolwen mna ndilinde Viwe, I den saw him coming with his friends, I smiled at him wase akandihoya tuu umntu sana yhoo andadana wafika ngakum he jxt said hi den waqitha ngathi akandazi tuu, ndava inyembezi zisehla, ndavele ndathyafa ehhhh kanti unjan nha lomfana akandithandi nha, ndazi buza ndinyoshoza ndigoduka. Endleleni ndadibana no Ano ezithele chuu emamele umculo yho andadikwa ndamazi uzobe ebuza into enintsi, ndazama uchotha qha wavele wajika den wandibona wama ke wandilinda Ano: haibo ntombi waliwe nha wase wabuya uthe loxo Me: hayi wethu akhonto Ano: qha ubungayi ku Viwe nha Me: yeah bendiya kuye qha kufike imoto yakokwabo yamthatha Ano: ow xeim inoba akangxame kulo moto akuyo but nizo baryt wethu manintsi amasuku I kept queit nge luck sakhaleza safika, ndaya ekhaya ndafika I changed my uniform nda cleaner den ndapheka after dat ndahlamba abantwana baka sisi bay2 ke dey both boys, things were much harder ngok Amanda angekhoyo coz yonke into yayijonge mna. Zahamba intsuku singathethisani no Viwe not dat ndandimandelwe no but bcz kudala ndimbuza ba yinton ingxk athi ayikho ndancama ndamyeka ke nam. It was now friday en kungoku kwakuthiwa dat day u hv to kiss some1 en yayitshiwo nakwi radio lonto. Sathi sisa hleli no Ano kwa fika uViwe Viwe: molwen Ano:molo nawe Viwe: niryt Ano: ewe wena Viwe: ndiryt nam erm bendisacela uthetha no Anitha ecaleni ( yho I was so shorcked ba uViwe angazo cela mna out of all ppl inoba kwenzeke nton nha bethu) Me:Ano ndinga hamba Ano: ewe chomie if uyafuna nhe Me: ok Ndaya ku Viwe ke ndafika ndama phambi kwakhe Me: ewe ndimamele Viwe: erm bendicela ukubona xakuphuma isikolo Me: uzondenzan wafuna undibona Viwe: haibo Anitha how can u ask dat Me: klk Viwe wena ungulo angandithethisiyo so bendicinga awundifuni Viwe: ayikho lonto apha so are we meeting Me: ewe Viwe sodibana phi ke Viwe: groundin buzz me xa upha Me:ok Yho ndandingasa vuyi sana ndinemincili ndafika ku Ano ndambalisela yho engasandihleki esithi ndimathile, yho ingxk ndamdimthanda Viwe more dan anything he was my only joy qha keyena wayendi bhedela. Anyway saphuma isikolo saya groundin no Ano den I buzzed Viwe weza ne boy friend ka Ano saya kubo ke basikhapha, apha endleleni sadibana ne sister ka Viwe yhu ayasijonga kakubi mxm iddnt give a damn kemna xeim, sahamba apha endleleni sincokola sihleka kumnandi nje wethu, laya lusenyukela uthando sana den wathi xa ezojika we den hugged en baby kissed mxm ndandi nga funi baby kiss mna ndandifuna lena ifaka ulwimi but ke ndathula hoping ba next tym ukhona. Sahamba no Ano wabe yena engasadikwe sana Me: haibo ntombi wats up wa down kangaka Ano: mxm ndiyamyeka mna lowa Me: haibo why Ano:umbi en yadika Me:hahahahahahahaha yho hayi awuphilanga wena (yhooo ndingasayi hleki sana kodwa ke xeim she was right coz umntu wakhe wayembi nyan engajongeki nojongeka andazi nam wayemvume njan) Zahamba intsuku things between me and Viwe were so much complicated kwakungathi we no longer dating coz saqibela uthetha ngala friday ye bby kiss, itried to move on ndingamhoyi but kwakunzima seeing him happy while Im hurting bcz of him made me to hate guys so much. It wasnt easy at all letting go some1 u love de most but ke I wasnt gon force him to love me. Bekungo february ngok. Dis other day ndihleli no Ano eskolwen nge break Ano: chomie iv got another boy friend Me: hayi Ano nyan ngubani Ano:Siya sana Me:lona afunda classin yakho yhoooo wena Ano: ewe gal wena awufuni enye boy friend Me: yhooo hayi Ano ingathi ndisazilele uViwe ondishiyileyo wena ube ufuna ndijole futhi Ano: mxm uvele umathe ke wena uViwe yena wonwabile akacingeli wena en he doesnt care abt u so ke sisi nawe move on coz akazude akuthande ngenkani Me: aiy kodwa dis is hard for me anyway nguban lo mfana uzondifunela yena Ano:ngu Onako umngani ka Siya Me:heeeee so uzafika uthini phayana kuye Ano:hayi yekela kum wena Me:plz ungafike uthi phayana kuye ufunwa ndim uyayazi lihlazo elo funeka yonke lento uyize nge style Ano: hayi kutheni ndizofundiswa nguwe ngok shin Zahamba ke zona intsuku. It was now friday date kuyi 13 ka fabruary siphuma eskolwen no Ano ndabizwa ngu Onako andafuna den wandicenga ndaya ke nam Onako: molo Asiphe Me: eweke Onako: uryt Me: ewe wena Him: ndiryt nam, Asiphe njengoba kudala ndikucenga mf2 andidlali ndiyakuthanda kakhulu futhi en andizimiselanga kudlala ngawe Me: ehhhh hayi andifuni kuthandana mna Onako: ngoba kuthen coz ur friend is dating nje Me: andinguye klk mna en ndiyeke ndihambe futhi mna Onako: hayi awuhambi xeim (he den took my bag wahamba nayo kwanyanzeleka ndimleqe ndimcenge bede bebambisene ngawo sana yena ne friend yakhe) Onako:qala undivume kuqala ndizokunika ubhaka wakho Me: hayi andifuni mna Onako: haike awuzuwufumana ubhaka wakho (yho ndingesa dikwe I even wanted to cry en his friends babemncedisa sana) Me:ndizokuvuma monday ke nyan Onako:are you sure Me: ewe ehh nyan Onako:ok ungandiphoxi ke Ndagoduka ndodwa Ano endishiyile, oko ndincuma ncumeza ndithatheke ngu Onako sana, kwakungathi ayipheli weekend ndiyovuma Onako monday, ndandingalali nakakuhle ntanga ndicinga ngo Onako qhaaaa :) :v Mathoyana
Posted on: Sat, 22 Nov 2014 07:18:38 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015