Insert #122. A nurse came to us. Nurse: Im sorry to break - TopicsExpress



          

Insert #122. A nurse came to us. Nurse: Im sorry to break this love family time but visiting hours are over. Mama: its fine sisi, sizobuya ke Tata ngo4. Tata: nindiphathele into enenyama yenkomo. Mama: ok, masambeni. We all move to the exit, quiet. I was thinking about what the old man just said and how he has changed. It got me worried. Izinto ziyenzeka phandlapha, what if bingamazwi akhe okugqibela lawa kunyana wakhe. Fikile held my hand smiling. Fiks: ucinga ntoni? Me: nothing important yazi. Fiks: oh, kodwa ba bendingakwazi bendakumamela lonto. But ndiyakwazi andiyiva tu. Thetha. Me: ngeshwa awukandazi ke moss. Akhonto ta yam. Fiks: ok. Mna ndicinga lento bithethwa ngutata. Me: ukuba? We got out side. Mama: masifumaneni into eselwayo nesiwa phantsi kwempumlo. Fiks: ok ma. Me: ndisamamele. Fiks: just that he has taken his time to accept me. And he blessed us. Me: Im a bit worried. Fiks: why? Me: xa abantu bezonduluka they intend to do lanto balungise izinto. Fiks: umbonile utata akaguli fndini waphukile. Me: yah ndimbonile yiworry nje. Fiks: hmm kanti uyamthanda lotata zala wakho? Me: mxm tsek. We got in the car noLubaba. Sonke, Mama bakunye kule kaPhumeza. We went to eat then sayofuna inyama for utata. Later on we went to the hospital, we were told to wait. Isituation kaTata is critical so ogqirha babusy naye. Mama started crying, Fikile held her close to him. Me and other we seated worried. Phumeza crying, Sonke was talking to Lubabalo who was confused of lemeko. Mama: masithandazeni. We got up and held hands. Mama: Egameni loThixo uyise, uThixo unyana noThixo umoya oyigcwele. Kumkani kakumkani, yise wenkedama. Sisondela kuwe silolusapho lwakaMenze, msindisi waboni asinathemba limbi ngaphandle kwakho. Nantsi intloko yolusapho bawo kwesisibhedlele igula Nkosi yamadinga, sizocela isandla sakho senceba sihle phezukwakhe. Umphe elinye ithuba lempilo egqibeleleyo Yehova, dudula losathana mnimni ntozonke. Ibinguwe izolo isekwanguwe nanamhlanje olawulayo. Oh bawo yiva isicelo sethu ngalomzuzu umyeni wam, umkhonzi wakho makaphile ngegama lakho nomfeli wethu uYesu. Siyacela bawo senzele inceba makaphile nkosiyam. Amen. We chanted Amen. Then let go. Phumeza: uzophakama mama masibenethemba. Fiks: true that. I dont know what over came me but I started crying. Not the loud cry though the man cry, tears just rolling down ebusweni and running nose. I walked away from the to the toilet. I had my little prayer. nceda nkosiyam. I washed my face then chilled there for a while. A guy walked in wachama. Guy: hey. Me: sho. Guy: you okay? Me: yah. Guy: ok. I hate hospitals. Me: mutual. Guy: are you okay? Me: yah I am. Guy: you look troubled my friend. Me: this is a hospital bro, not a hotel. Sisonke walked in. Sonke: ubhuti uyakufuna. Me: ndiyeza. Sonke: ok. Guy walked out, Sonke followed. I pulled myself together, then walked out. Fikile gave me a stare, I looked away. Fiks: uvelaphi? Me: toilet. Fiks: ok. I need a hug. Me: I know you do but not infront of your mother and child. Fiks: babe hug not kiss. We hugged. He exhaled. Me: kuzolunga. Fiks: hope so. We let go. Me: ithemba alibulali my man. Fiks: kudala ngoko mabaphume kalok basixelele ba kwenzeka ntoni. Me: linda. Fiks: asinalo ixesha lalonto. A doctor came to us. Mama: whats happening? Doc: you husband is stable for now. We still doing tests on him, he has short breaths. But for now his resting. Fiks: so you havent picked up on anything. Doc: as I said we still running tests on him. Mama: can we see him? Doc: when his awake for now he needs his rest. Phumeza: so how we going to know when his awake? Doc: a nurse will call you in. Mama can I talk o you aside please. Mama: ok. They walked away. Fiks: this I dont need ke ngoku. Phumeza: we all dont need it. Sonke: uzobaright utata. Fiks: we cant be sure of that. Sonke: then ke masibenethemba bhuti. Fiks: ali.. Me: banethemba Fikile. He looked at me. Fiks: I need something to cool me down. Me: linda umama abuye. Lubabalo: utata utheni? Sonke: akaphilanga kodwa uzobaright vah. Lubabalo: ugqirha uzomnyanga? Sonke: ewe, amnike nelayeza limandi. Lubabalo: ndizolisela kemna. Sonke: uzolisela kunye notamkhulu. Lubabalo: ok, mmasiyombona ngok. Sonke: usalele uyozela. Lubabalo: sizomvusa sicule langoma yakhe uzophila. Sonke: imake sizova ngogqirha ne. Mama walked back to us. Fiks: besithini? Mama: bendibuza ngezinye izifo utata anazo. Fiks: ok, mhlambi high blood inento nokwenza? Mama: hlambi. Fiks: masambe Siya. Mama: niyaphi? Fiks: siyofuna icoffee or something siyeza. Mama: ungaseli Fikile, umjonge Siya. Phumeza: angamjonga njani elinxila yena kqala. Fiks: andiyazi ungafi. Mama: hay Fikile. Phumeza: koqala wena moffie. Fiks: yazi uchildish. Phumeza: andingomntana njengawe. Fiks: mandingazisokolisi ngawe. Me: masambe. Mama: Phumeza awukwazi uzilawula. Sonke: samenza ntoni lento engasifuni? Mama: khanimbuze. We walked away noFikile sayohlala emotweni yakhe. We were quiet, I held his hand tight. #afternoon
Posted on: Wed, 10 Sep 2014 10:53:27 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015