Insert 14 Wandikhapha ulwazi.ndafika ekhaya ndalala.ndavuka - TopicsExpress



          

Insert 14 Wandikhapha ulwazi.ndafika ekhaya ndalala.ndavuka emini nda cleaner,ndalungisa intozeskolo.ndaphinda ndalala. Ndavuka the following morning ndaya eskolwen,ge brake ndayocela uxolo ku esethu sa ryt.kwakusele 2 weeks b4 sibhale I exams so ulwazi yena wayezokhe ame kancancinci,abe elungisa indaba zakhe nomamontana.after school ndafika ekhaya ndathatha ifoun yam ndafounela ulwazi Lwazi-mfazi wam. Mna-hai uryt? Lwazi-xap wena? Mna-xap nam. Lwazi-izolo bendingafun ukuphazamisa thats y ndingafounanga. Mna-uncedile,jonga marn after next coming two weeks ndizobe ndibhala I final exams nhe. Lwazi-so ufuna ukungaphazamiseki? Mna-ya marn andizubamde apha efounin starting from now. Lwazi-hay xo I understand bbe,all the best nhe? Mna-thanx.bye Lwazi-bye Nda drop ifoun Ndahlala ndabukela itv,ndadikwa ndafunda. After 4 weeks,ndandidkwe zincwadi.ndabe ndimkhumbule nyan ulwazi.ndandingenayo ne airtym le yomfounela.ndamenzela u please call.after few minutes wafouna. Mna-hai Lwazi-hai unjani? Mna-m not ok(ndincwina ilwizi) Lwazi-utheni na mntanam? Mna-i miss u. Lwazi-bendith ndikukhumbula ndodwa.wenzan? Mna-hleli njee marn ndiborekile. Lwazi-ukuza apha akunokufailisa bbe uzofunga satureday n sunday,can u come? Mna-sekulate,ndoyika ukhwela xa ku late mna. Lwazi-hcono ndibe imoto zokulanda ke,and ndishiyeke no aphiwe qha. Mna- ok iza ke. Lwazi-ok zophinda foun wa drop foun. Ndavele ndonwaba.ndathatha istring bag ndafaka I wallet emvakoko ndazilungisa nda change impahla ndanxiba ezingcono.wafika sahamba.safika kowabo sahla no aphiwe sabukela I tv sincokola,ndande ndozela sayolala. Kwakunzima nokhulula oku ndizulisa wandinika iskipa sakhe uba mandilale ngaso.ndakhulula Fast ndanxiba iskipa ndakhawulezisa ukungena ezingubeni,naye wakhulula wangena.wancuma wandijonga Mna-yntoni? Lwazi-finally. Mna-finally kuthen. Lwazi-ndaze ndalala ecalen komntu endimthandayo,futh enganxilanga e sobbe Mna-mxm(ndancuma) Lwazi-nyani buhle,andizibon ndinomnye umntu ngaphandle kwakho.ndixolele ukufa for this relationship.(Endiphiza ebunzi) Mna- nam andizboni. He started kissng me nam nd respond,we kissed for a long time. Weza entanyeni he kissed me slowly nase ndlebeni,wabe endibamba amabele esinye sisiya down there Ndavele ndabila nda ngcangcazela. Phofu ndizizisile ndim oqale umntanabantu ezihlelele.ndavele nda shake ndanesifuthufuthu.
Posted on: Sun, 05 Oct 2014 20:22:06 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015