Insert#15 Ndaye ndadecider ungamhoyi uMakazi wam ndithule - TopicsExpress



          

Insert#15 Ndaye ndadecider ungamhoyi uMakazi wam ndithule before isimilo sindishiye kakhulu yaye ke futhi andikhuliswanga ngolohlobo lokuphendula abantu abadala.Ndambona ba unomsindo kuba ndingathethi ndalungiselela uhamba ndahlamba ndanciba ndakugqiba ndathi ndicela sithandazeni esekhona umakazi wavele wathwasuka wayokuphuma ngomnyango wahamba . Apha kum ngaphakathi ndaye ndavuya kuba emkile kuba ke ekugqibeleni bendingamazi noba ebezothini kakade myb ukhathazwa kukuba kuvuliwe kuba engazukwazi uthutha izinto ngku abanye abantu bayawuvuyela umzi otshabalalayo senditshilo. Ndathi kwisister zam masithandazeni sabambana ngezandla ubrother wethu wayesalele engekavuki including noMafungwashe ndathandaza kakhulu ndibeka nomakazi lo ebelapha ndabe ndicela indlela kuthixo ukuba andithwale ndiyofika eLusikisiki sakugqiba uthandaza mafungwashe wayegcwele inyembezi ebusweni eyingxididi .wathetha wenjenje Ndiyabulela mntwana kamama ngento yonke ondenzele yona bendicinguba apha ekhaya andizukwamkelwa after ndiye ndahamba andazitsho ba ndiphi kodwa niyr nakwazi ukundamkela wanga uthixo angakuthalwa endleleni uhambe kakuhle ndiyakukhulula mna kuba ndiphilile ngku wenze umohluko omkhulu empilweni yam Ewe ndingatsho im was so touchy ngalomazwi kodwa kuba ndamcelayo uthixo ukuba makabhangise inyembezi kum ndizokwazi uqhubeka nobom zange ndilile ndaqabaze nje kwaye ke ndandicingela isister zam ndifuna uhamba zikhululekile kweli ithuba so kufuneka ndibestrongo for zona .Apha ngaphakathi ndandinombulelo kulo wasidalayo kuba akawuqali umsebenzi angawugqibi futhi ndazxelela ba apha ebomini sidalwe ngokohluka umntu angamdala ngokuzalwa kodwa angabinazo capabilities zobamdala so kufuneka ndizame umamkela usister wam enjalo .Ngoba yonke into endiyenzayo kuye entle ziya multiplaywa i blessings zam ndizovuzwa emazulwini Bandikhapha oosister bam boy3 bonwabile this time ndabe nam ndivuya since bonwabile kaloku ndiyakhathazeka xa ndibashiya benkenenkene ndenza njengesqhelo ndakhupha imali ndabanika ba ize bohlulelane ngayo ndaba hauger boy3 ngexesha eliy1 ndakhwela itaxi Yha xa kufanele ndibashiye andaz kusuka kuthini kodwa kubakho lanto ibuhlungu kum ndicinge apho sisuka khona nabo kodwa ngenxa yamandla kathixo sisamanye nangku futhi sisezo manyana uthixo engumncedi Xa uswelekelwe ngabazali umncinci andazi noba yenzeka apha kum qha ndadeveloper respondibility enkulu futhi cz ndandikwazi ukuhoya isister zam sihlale ekhaya sodwa kungekho bazali at the age of 16 years kobobuhlungu bomzi oneNgcwaba elitsha kodwa sahlala ye man akho nto engaqheleki ngathi yilonto iwes xa ikwi view yezindlu zomzi.Futhi akho nto engaqheleki ngathi ngumzi ongenamama kuhlala kukho lanto ithi ba ebekhona umama ngekusithi ngku kodwa akunani ndingumama ngku okhoyo kodwa uthixo andincede andiphe amandla Yade yayokufika eMthatha imoto ndakhwela eya eLusikisiki ndafika ndabamba iventure eya eGoso.Ndigcwele imincili kaloku ndandiythanda intombi yaseMavaleleni sele ndimthanda kakhulu ngku ndandifuna umlibala uMandlangisa nomama wam kodwa ndandingakwazi kuba wawunga dluli umzuzu ndingabacinganga iworse yona into kaMandlangisa kuba zange agule ndiye ndizxolise ngomama wam kuba yena wagula futhi zamtya intlungu so wayekhululeka ezintlungwini kodwa ndineskhalo ngomandlangisa if it was possible bendingambuyisa back but andina choice Mandlangisa is no more yha bomi thou. Ndafika ekhaya kusuke akwaqheleka ndalaqaza andiyboni intombi yaseMavaleleni kaloku bezoqala iculo ndingena ngomnyango ndithi ndibeka ibag abe sekudala ecula sizobonga uBawo ondithwele endleleni m so blessed ebomini bam to hve her Thixo akaxwaka nangoku Mamomncinci engekho nosisi oncedisayo xa ndibuza kwi khazins zam ziyajongana akhomntu ofuna ukuthetha Mna haibo Makhulu uyephi bayephi abantu abadala emini ngomvulo kuyi holide yeEaster monday .Akho kwamntu ofuna ukundixelela ngelakhi ndabona ubhuti oncedisayo engena nge gate ndaya kuye kuba kwakungekho mntu ondiphendulayo kwaba ndanfitheths nabo Mna:molo buti Dlomo Dlomo:Imitha Mna :baphi abantu abadala balapha ekhaya Dlomo:khange uxelelwe na? Mna:ba khawuthethe ukhawulezise uvalo lwam lwalungathi luzophuma ngomlomo lugingqiza hayi nje kancinci Dlomo :Makhulu usesbhedlela ufumene accident yemoto besuka eCaweni yePasika yhooooo zange agqibe uthetha ndakhala kakhulu yini Bawi kanyi mna ndebzani apha ebomini ithemba lam lokugqibela ngku Dlomo:ezama ukundithulisa kuthiwa akalimelanga kakhulu sukgala kodwa ndabe ndisitsho esikrakra ndizbuza ba mna ndenzani lento wonke umntu endimtgandayo asuswayo eCakwam yhini bawo.
Posted on: Wed, 08 Oct 2014 20:08:24 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015