Insert 23 heeeh base bajonga jongana ootamnci akho ude aphume - TopicsExpress



          

Insert 23 heeeh base bajonga jongana ootamnci akho ude aphume egusheni... Dad:yekabani na le funeral uthetha ngayo bhuti? Tamnci:umm ey bhuti icomplicated lento sawube sithethe ngayo endlini Dad:hayke ndyayicaphukela kele nindenzela yona nase nandenza umntwana,kusweleke bani? Tamnci:sawthetha endlini bhuti Dad:andiguli maan yintoni nase nandeza nqwaku-nqwaku Tamnci:errr bhuti besicingba uswelekile Dad: (wema ngeenyawo) what? why? Yheman ninjani kanti? Ngose ndiduke i4 days senizixelele ukuba ndiswelekile? Hay sisimanga! Tamnci:thoba umoya bhuti sikucacisele Dad:ndithobe umoya? ndizawuthoba njani umoya abantu bekungiselela isifihlo sam ezilalini? Hay hay ndiyabona kulo umjikelo u have gone too far tchin Thixo ningathini ukuthi ndiswelekile nibe ningandazi noba ndiphi phof? Hahaha hay niyandihlekisa benizawngcwaba nton kengok? hay anizonqeni izintn! Tamnci:Mamela kaloku bhuti sikucacisele ukuba ihamba njani lento... Dad:heeh hay inene asoze ndiyilibale kele Tamnci:kaloku bhuti amapolisa athi esobona umntu owonzakele wasweleka wabe eqhuba imoto yakho azixelela ukuba nguwe so ahamba ayokwazisa kwakho ukuba uswelekile then... Dad:whogah! yibambe apho! imoto yam ibi involved kwi accident? Tamnci:ewe kwaye ibimbi kakhulu la accident so imoshakele hay nje Dad:no no no! This cant be true no ayikagqibi nonyaka lamoto asoze! Tamnci:if ufuna uqiniseka singayogqitha e Police station uybone yaye yarhuqwa yayobekwa khona Dad:no i refuse to listen to your lies,im sure you guys are losing it.Eyam imoto isegarage kwam or kuloo police station yenu but ayinayo nix iright! Tamnci:i think we should go to the police station bhuti,the sooner the better Dad:masambeni but dont ever mention into yoba imoto yam iphelile again Tamnci:no problem masambeni we got into the car..yhey my dad was angry when Busiswa got me raped but this time around he was more than angry..wayengcangcazela engakwazi nothetha kakuhle ethintitha wabe ebile emanzi engathethi namntu oko ejonge iwindow efuthela phezulu.If uBusiswa wayekhe wathi gqi ngalamzuzu I swear he would kill her with his bare hands..sahamba sayofika epolice station kuthe cwaka emotweni sisoyika nokhohlela oku.. Wehlika ingekamisi nomisa loomoto yobubhanxa,yabe imoto yakhe iligwinya pha ngasecingweni..wehlika waya kuyo straight wajonga inumber plate yakhe yabe ijinga pha eback..he stood there ethule cwaka,wajonga phezululu for a very long time,yoh ndandimsizela xeim utatam i came closer to him ndachola imirror yabe iwile ndaybeka phezu kwe boot dat was the least i could do,i held his hand n Phiko held his other hand,tears escaped my eyes ndandingathandi ukubona utata in dat condition..he looked at us with teary eyes waphinda wajonga phezulu.. Phiko:thula tata ndizokuthengela imoto epink esistaring ezingazutshayiseka xa ndimdala Dad:hahahaha ok nyanam wena Anny uzomthengela ntoni utatakho? Me:ndizokuthengela iscooter esikhulu Dad: ok uyanithanda utata wenu vha we both smilled then sahamba notata saphindela kootamnci babe beme ngase motweni Dad:its true,my car is finished Tamnci:you will be fine,everything happens for a reason Dad:so you mean i got what i deserved? Tamnci:no not like that bhuti,i just mean it was meant to happen..trust me we will get through this together,we are here for you Dad:thanks my brothers..ei i cant believe that i fell inlove with Busiswa,i even invited her to move in with me.. Tamnci:not all women are like that so ubungenoyazi ukba uyinyoka la Busiswa,we were so suprised xa sisiva into awayenzayo.She was so humble, this was the last thing we expected from her. sakhwela emotweni sahamba.. Dad:yoh she taught me a lesson i dont think i will ever trust a woman again,never! Tamnci:hahahaha hay sufunga kangaka Miya usezawdibana nomnyu ozawbanenyani trust me! Dad:hay yhoh hay that will take time hey Tamnci:hahahahaha i know but you will be fine in no time sayofika ekhaya utamnci waparker imoto egarage sehlika sayongena endlini xa sifika sakhawlelwa ngu Andiswa emnyango Andiswa:suprise suprise!! kwabe kubhanya bhanya endlini,kukho nee fuends zka tata zonke nabantu aphangela nabo..baya kutata bonke bam huger bonke akabonakala they did some sort of party..wayohlamba utata wabuyela elounge kwabe kugcwele qhu wabe ezithele chu nge jean yakhe utamkhulu,ecula kuthe nxwe endlini Tamkhulu:ndizelwe ngokutsha itshintshilimpilo yam ndizelwe ngokutsha ndisindisiwe (wabe ecula) aw aMiya,ooSjekula,ooVezi,ooMancoba..bambuyisile unyana wolahleko babengamhoyanga nakancinci utamkhulu ngok adwabayo..babe behoye ezabo ii jean qha..wasithatha u aunt waya nathi ekitchen wasenzela ukutya satya,sithe sisatya kwangena utata no dabawo Andiswa:aah mntax give me a hug khandifumane nechance yokubulisa kakuhle (they huged each other) how are you feeling mntax ury? ooh im so happy besendizxelele ukba ndizakumkhabela kula wheelchair lanondatshaza Dad:hahahah its not too late kanti usenomkhaba nangok Andiswa:hahaha whoah wena so uzawtin ngaye kengk Dad:ill deal wit her dnt wrry
Posted on: Wed, 30 Jul 2014 17:13:32 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015