Insert 25 Heee kwaludushe nje e dinning room. Me:Mama makhe - TopicsExpress



          

Insert 25 Heee kwaludushe nje e dinning room. Me:Mama makhe siye kwelacala siyojonga uba yintoni le yenzekayo Mama:Hayi Zandi oo bhuti bazosibiza uba ikhona into efunisa thina heee wayenza i chaos umntu. Malume:Nompilo khawvele mntanam umalume ke no Somhlophe babendbiza Nompilo kuba ndingu gqirha. Haike nam ndaya kwelacala. Malume:Asiyazi ke uba thina sithini ngoba kufika umntu uthi ngu tatakho into esoyenza sambetha thina ngoku ke sfuna uva ngawe Me:Malume andna tata mna utatam endmaziyo nguwe ngoba nguwe umntu ebendehla ndisenyuka naye ekapa so enza noba yintoni haike umalume wamkhupha ngesixhanti emfaka neempama kodwa yonke into yahamba kakhle bazikhupha iimfanelo zekhaya. Baxhelelwa igusha ke abantu bakulo Khaya kwamnandi. Zuko nomkakhe were no where to be found but I was not bothered by lonto. Bahamba ke abantu bakulo Khaya. Izinto zonke zelobola zanikwa umama. Umama wandbiza ke saya kwa 8corners. Mama:Zandi nantsi imali yakho yelobola ke sisi ndfuna siyoyvalela ksasa ngoba inintsi into ekfuneke uyenzelwe, funeke wenzelwe amabhaso, uselwe iduli emzi, awkathombi no thomba Me:Owk mama akhongxaki savuka ke nyani ksasa sayovalela imali. Zahamba ke iiveki kwacaba andino tshata ndingekayenzelwa intonjane haike sagqiba kwelokuba soyenza ngo March ke no mama. Yaphela i holiday sabuyela emonti I finished my final year of practicals I got my licence as a medical doctor. Besendihlala no Abongile no Nompelo ke ngok uNobuhle ezihlalela e res e quigney. Ngenye imini kushushu kakhulu wa phone u Khaya. Me:Libele Khaya:Matogu, ii twins are here zizofunda apha so I was hoping if singakwazi na uya elwandle, u and ur sisters, me and the twins so we can get to know each other as we are about to be a family Me:Woah kanene wena ngoba serious haha owk Dali meet u there. I called Nobuhle ke and she was game I told Abongile and Nomphelo bavuma. Sakhwela emotweni we drove to spar sathenga izinto ezimnandi and some refreshments sathenga ne nyama. Sagqitha ngo Nompilo e guigney sayani elwandle ke. Xasfikayo oo Khaya were already there I introduced myself. The twins were Lwandile and Wandile. Haike it was nice sihleka intsini. I saw Zukos car but mxm andahoya kanti usbonile they came to us. Zuko was drunk which was new ke kum ngoba owam ubhuti ndimazi engaseli unkosikazi wakhe unxibe ushoti omfutshane behlika emotweni they came to us. Zuko:Happy Families neh Khaya:Awu sbari sam unjani kodwa Zuko:Hayi hayi hayi ungakhulinge undiqhele kakbi wena Me:Ufuna ntoni bhutZuko Zoko:Oh kuba ungugqirha ucingba abantu bafuna into kuwe, mamela ke sisi ungugqirha njee wena uyohlala usishlupheki sucingba ungcono mgqakwe ndini haike I was getting red coz andiyazi u Zuko undithukelani, waphakama uKhaya. Khaya:Zuko awnothetha kanje ngo Zandile phambi kwam ngumkam lo Zuko:Andinamnq*ndu namkakho mna uzondenza ntoni khaya wamfaka iimpama zantathu wavala umlomo. Khaya:Zuko hamba apha haike wakhwela emotweni nyani wahamba uyamazi ke uKhaya kwase High School uba wayengenziwa njalo hes short tempered ngendalo. Yaphela kakbi kanjalo ke imini ye2 sagoduka. Wabetha u March sayokwenza intonjane kwakunyanzelekile ke intonjane ndiyenzele ekhaya okanye kulo mama so ndakhetha uyenzela kulo mama ke. Ndathenga i grocer ke uyayazi i grocer yomcimbi ndathenga inkomo nee gusha eziy8. Ndabe ndiqhuba i van ka Khaya coz he had two cars but inkomo babezoy qhuba ke coz ndaythenga komnye umzi aphe lalini. Haike ndafika kulo mama sendbaxelela uba ndiyathomba kule veki izayo. Malume:Inzima ke le yakho ufike sowusixelela uba uyathomba kodwa walotyolelwa ematshaweni kodwa xa ufuna isiko uza kuthi kemna ndingulo ungakwazi uphendula but as long as ndingazocelanto kuwe andiyboni i need yobe ndixhapha amagwebu ndisenyusana nawe. Thenji nee sisters zam came uzondicedisa ngomsebenzi nabantu belali ke baza. Ndathomba ke nyani yaphuma intonjane yakhala inkomo ne bhokhwe yaphela into ebithethwa I can now concentrate on my wedding. Sagoduka ke abantu bakulo mama babendmonele I could see nabo coz even oonyana babo abekho kwesi standard endkuso even aba kuthwa basebenza emgodini ibe worc ke eyeemoto coz bebecingba nale van endbuye ngayo this time nayo yeyam.
Posted on: Thu, 25 Sep 2014 16:43:29 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015