Insert 29 So concieving now does not care even if you slept - TopicsExpress



          

Insert 29 So concieving now does not care even if you slept with a man for the first/second time or which ever time. I wont lie say I panicked I didnt instead I knew I wont cope with the baby at tht moment and this time I was sure gonna go to Mary Stopes phoff ndandingamazi noba uphi. Mnxim ndalungiselela ukuya etephini ngoba ndandihleli ndizoya khona.I quickly collected my staff and went to the garden etoilet,ewe nje iitoilets zasezilalini zisegadini.Ndayolahla yonke loo evidence pha. Ndakhwaza umntwana kaMomncinci wam usisi omncinci kaNwish MhaOo masihambe!!! nguOngeziwe igama lakhe.Apha endleleni yehake ndasuke ndatshiseka ndangakwazi noko kuzibamba. Xa sincokola ke siyathanda ukuthi hembhem lol silinganisa omnye ugogo semdala pha elalini othetha elo hlobo. Mna: hembhem andidikwanga (naye ke senalo usana) MhaOo: yooo mbhem wahleli udikiwe nje wena...utsho endibhantsa urheme uyayazi zizobuya. Mna: Ndigqibokwenza itest pha eligeza linguBush lindichanile Mhaoo:#ebeka phantsi ipheyile evalumlomo ephatha kuthwalizandlentloko...hay hay hay hay yintoni ngoku nje kanjalo?? UMafikizolo??? Phofff wabe ephelile yintsini koko kuziActisa kwakhe. Mna:yoo ndave ndadikwa nguwe ke ngoku!lol. In my mind I was still confused and stressed because I knew there was no way I was ready to raise a child neither Bush was.We came back from the tap I washed Kanyiz clothes and hanged them,my mom was at work and I was with Manqukhwe (the helper).I had been communicating with my man futhi kakuhle nje sithandana sivana kumnandi but he had not yet found something in Joburg.So I was 2months preggies.Heee thoughts came back flooding how am I gonna tell mom this?how will she handle it?would she ever forgive me nor accept this baby?mnxim hay suka ndizomkhupha mna lo mntana.I sent Bush a callback personalised Ineedu-Luv,at that moment It was coming to senses that this is real I am having a second baby from another man and In whatever decision I make I knew I needed his support lol how I was convincing myself it is rare for men to want to know about their girlfriends arbotions/dirty secretes but I wanted him to understand it is for the best of the both of us.My baby called there and then. Bush:Aya wam endimthanda iziqendungeziqendu ...lol wayeyithanda ke loo nto yondityibela xa efona qha ndabe ndingekho kwamoodini ndityiwa zizono zam zokuqhekeza iinkomo zikamamam phoff ke ndiqhekezela yena. Mna:Hi luv..ndatsholo phantsi sendifuna notefaa ngoku. Bush:haibo utheni na Mandungs,u sound not good and I can fEel you not,tell me what is it baby? ..he sounded so concerned as always. Mna: baby I am pregnant and I want to arbort you know sobabini asikho rite for uba singanomntana :(.ndandiserious ke mna..God knows how much I wanted to do it. Bush:yima..whoaw!umntana kanene uthwalwa iinyanga ezingaphi esesiswini sikanina? Whoaw wayevele abe serious ke lo esthubeni nje. Mna:eziyi9 Bush:Do you mean in that 9 months God will still be keeping us unemployed and not ready to raise a baby?cumon babe I thought you way too better to think that way iworse an innocent soul,what has it done?hay donteven think about that.eey sathetha,him consoling me that everything will fall into place..promises...promises...promises! Ndade ndathamba.Inkqontsonkqa ke ngoku ishiyeke noNozala how and where do I start?okokuqala nje ndisembi kwalaphegazini okwesibini ndiluxanduva fully.Kodwa izinto esizenzayo kuske kube ngathi ingqondo isuke isaye ebhungeni komkhulu :( :(
Posted on: Thu, 23 Oct 2014 20:07:14 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015