Insert 32 My brother Thando never really liked displaying his - TopicsExpress



          

Insert 32 My brother Thando never really liked displaying his emotions.The only time I saw him cry through everything that has happened was at our mothers funeral.I followed him to our bedroom, ndithe ndisezawmbuza ba uziva njani but wandikhawlela. HimAndibaweli uthetha Ntombi,andifuni uthetha tu, we just sat in silence before I got bored ndabuyela ebantwini.We were woken up the next day saya eskolweni,The day dragged and I was quite relieved xa kufika i break. I went to the loo just to sit for a while even though zazinuka,I wanted to be alone. I got there nyan ndazivalela in one of the toilets. What I heard next were two voices,elinye ibilelika Buhle elinye I was not sure ngalamzuzu. GirlHee wethu tshomi naske naxatyaniswa yintoni netshomikazi yakho, BuhleUyamazi kaloku u sisters uyathanda uzenza betere kodwa akananto.Oko wathi wanoLuyolo mntakabawo ingathi wanikwa izulu GirlAnd uzenza clever sana lamntana loo nto ba fast nalo Luyolo bashiywa ngumgqomo. BuhleNdingu Luyolo sana ngendicwezela kude ngoba la Ntombi uphethe ukufa sana, GirlUthini na wena Buhle? BuhleHee wethu usuka phi wena ungayaziyo ba umama wakhe ufe yi Aids?Kwa utata wakhe lo uphele kunzima nophuma endlini ba ngumphanga. GirlYho uLuyolo uyayazi loo nto? BuhleUngafika uyayazi,ungandixeleli ngo Luyolo owagqitywa kudala mna ngu Ntombi nomama wakhe. GirlYhooo hay ndizamxelela mna ngekhe ngesdala sam kaloku,I knew immediately that intombi le ebencokola nayo ngu Unathi i ex ka Luyolo.She was three years his senior but they were in the same class. I quickly got out of that loo and as soon as Buhle saw me her eyes looked like they were going to pop out.I got out with my tail between my legs kukudana,I knew that Buhle was mean but the fact that i status sika mama wam sasisaziwa ngumntu wonke hurt me. I couldnt really concentrate at school ngala mini ndagula i speed and I had to be taken home.My class teacher took me home and got to find out that utata wam had died. Ndithe ndifika nje ndakhulula ndanikwa iipilisi zentloko ngu Dabs nokuzola ngoba naye ebesekhona ndalala.Ndiye ndavuka an hour later ndiziva ngcono kwabe sekubuya no Zola no Sisipho ndacela uZola avase ii shirt zabo kuba ndingaziva mnandi ncam ndabanika ukutya bayokudlala.Amalungiselelo okungcwaba utata asele eyenziwe kwaye nodaba basewenza amalungiselelo o claima imali ye Insurance katata.Siye sabizwa no Thando akuba ebuyile eskolweni ngoodabawo. NokuzolaBesiqoqosha izinto zikatata wenu namhlanje ezibalulekileyo,ndiyacinga ba ebenayo ibhanki, MeEbenayo dabawo. NandiphaIcard lakhe liphelele phi,akhange nikhe nidibane nalo? I looked at Thando, HimHayi dabawo khange sikhe sidibane nalo i card lika tata,wathi ezinye izinto zithathwe ngulamama wase Rhawtini. NokuzolaKulungile ke ndoda xa usitsho. Ndajonga udabawo and I had the feeling that akakholwa,i card lona laliku Luyolo ngaphandle kwe pin. We went outside sayohlala kula bench iphantsi komthi. ULuyolo uye wazosibona sambalisela ngalendaba wade wathi icard lisafe kuye and that soze balive. Honestly bendisoyika indlela abazao react(a) ngayo oodabawo xa benoyazi ba besixoka.I overheard them ndingena endlini bencokola, NandiphaNdinento ethi aba bantwana abathethi nyani Nokuzola ngeli card kwaye inoba linemali eninzi.Ubhuti kudala wayisebenzela kaloku la Nkampani soze ibekanti imali zakhe azikaphumi. Aba bantu nangoku sebebhujelwe babenyolukele imali,ndandingayikholelwa ke le
Posted on: Sat, 13 Sep 2014 11:29:54 +0000

Trending Topics



ould be, "Lord teach us
Long time, no see. Well we are back. We have been stockpiling

Recently Viewed Topics




© 2015