Insert 49 I had so many things engqondwen yam maarn ibingase - TopicsExpress



          

Insert 49 I had so many things engqondwen yam maarn ibingase athethe @ least athi senze imistake ke. Ngoku bendingayazi noba uyandithanda qha uyandoyika? Bt naleyo bendisoyika uyicinga ngoba bendingafuni uziqhatha kalok tu. Ndide ndabiwa bubuthongo ndisacinga ndalala. Ndothuswe nguOnke ekuseni engxolisa amanzi,ndaqonda masose ndimlinda agqibe uvasa ndizovuka ndiyovasa nam. Ndimgqibele evule amanzi ndava ngaye sesiza apha ngakulebhedi ndilele kuyo ndaqonda makhe ndithule. Onke: ey ntombazana!#ebetsho endishukumisa# Mna: mmmmh! Onke: vuka uyovasa sizobalate. Mna: ohk ndizovuka. Him: sendifakele ke amanzi. Ndaqonda mandivuke,ndasukuma ndondlula ibhedi. Eyakhe ke bekuthathwa ingubo kulalwe ekusen avuke ayisonge ayifake ewardropin coz besonqena ukondlula ayvuthulule nje. Ndahamba ndayohlamba wabe yena eayna ibhlukhwe yakhe gqiba kwam ndanxiba,bendingasafihli kwanto ke ngoku bendithambisa ndinxibe apha phambi kwakhe mna. Ndithe xa ndiyozenzela icereal yena wabe eyovasa, ndithe ndisatya kwakhala ifoun yam. Mna: hellow! Caller: ey hun uryt? Mna: ndiyaphila wena? Caller: ndiryt,uthutha nin kanti bby I mic u ere. Mna: hay andakazazi Lwandile: kanti bungathanga uzothutha impahla yonke xa uOff this week? Mna: bendingafi. Him: hay bby uryt? Mna: ewe. Him: yhoo! Ohk just wanted 2 tell u dat I lv u nd I so nid u in ma lyf. Mna: ohk. Ndabeka ifoun phantsi ndaqhubeka nokutya oku bendingenaxesha lale mbudane ithethwa ngulo mfana mna. Side sagqiba sahamba saya emsebenzin sobabin njengesiqhelo. Wafika wandidropa espan wahamba engathethanga kwanto. Ndayophangela nd besekuyinyanga yam yokugqibela uJanuary infact bendizogqibela nge15 uphangela. Bendingenaxhala ngemali yerent kakhulu cz bendizixelele ba kumrholo wam wokugqibela ndizobhatala irent ye3mnths then nditye igrant kaBoy coz yena ndamshiyela ela card lemali yesupport qha. Emini bendiselunchin whn my foun rang. Ndaythatha ndayphenudula. Mna: ellow! Caller: mholo unjan? Mna: ndiyaphila unjani wena? Caller: ndiyaphila unjan wena? Mna: ndiyaphila nam. Caller: yhe wethu uthen ungasandifouneli na? Mna: ndithetha naban tana? Caller: haybo awusenayo nenumber yam? NdinguSphelo. Mna: oh! Hay ndandive usithi uba ndikhe ndaya egoli ndingaphinde ndikufounele so bendingaboni sidingo sakugcina numba yakho. Him: so usegoli? Mna: ja. Him: uzimisele ubuya nin? Mna: ucinga undipha imali yokubuya? Him: uyayifuna wena? Mna: nop wil let u know kodwa xa sendiyifuna. Him: uthen na wena wase wageza? Mna: kukuthin ukugeza na? Him: hay yeka bye bye Nkcubeko. Mna: xap ke. Ndase ndabeka ifoun yam phantsi ndaqhubeka nale bendiyenza. Yaqhuba imini yade yaphela ndatshayisa ndayolinda uOnke. IOff yam ibizoba friday then ndiphangele sunday til saturday ndigqibelise. Bendingayeka ke ukufuna nakwezinye indawo umsebenzi cz funeka urentile egoli. Ude wafika onke sahamba sabuyela endlin. Ufika kwethu endlin sifike sahlala sabukela iT.V,ubethe mandingapheki uzothenga uKFC. Kuthe xa kubetha oo8 wathi lets walk 2 kfc we dd dat safika sathenga sabuya. Ufika kwethu sifike sangena ekitchen wakhupha iplates I dished 4 da 2 of us. Ndithe ndisemile ndamva eme emva kwam. He held ma waist frm da bck,ndavele ndafreezer. Wandijika wandijongisa kuye nd he kissed mi bendingakwazi kuzibamba oku kwam so I kissed him bck. He held mi tight squeezing ma boobs nd took my clothes off. I helped him took his pants of nd da T.Shirt,sangathi sisemyezwen sahamba ngaze. Bendisayicinga ba inoba soqhuba njan ke apha cz sisekitchen. Wasuka wandipusha wandoyamisa ngewashing machine. Wathatha omnye umlenze wawuphakamisa wasondela then he slowly inserted himself nd started moving. Saqhuba ntanga sabona ngathi iyasicothisa le yasekitchen he lifted mi up wandisa ebathrum wavula umnyango ngenyawo,ogqiba wavala itoilet seat ngonyawo wandibeka phezu kwayo,yhoo wandihamba ntanga ubhuti wabantu. Ibingase ndimsuse ngoku asesemoyeni ndimbuze ba yhe bhuti ndini kanti senzani apha? But I was so ova da moon bendingenokwazi ummisa. Saqhuba sade sagqiba, ugqiba kwethu wavula amanzi ebhafin wathi masivase. Sangena emanzini sahlamba sithe singekagqibi ndabona ufuna uziphinda uphopho nd I cudnt resist saqala apho besiyeke khona. Ugqiba kwethu apho we went staright 2 bed. Of coz we slept in 1 bed salala silibele noko kutya. Ndebiwe bubuthongo ndalala ndothuswa nguOnke xa esukuma,ndamjonga. Him: ndilambile mna ngoku. Mna: nguban xesha? Him: 00:25 Mna: yhoo hay ndotya ekuseni mna. Wasukuma waya ekitchen wafika wathatha ukutya kwakhe wabuya wahlala ebhedin watya. Mna: mmmh! Hay nam ndilambile. Him: hehehe! Ngoku ubundikhuza? Mna: hay ndilambile ngoku kaloku. Ndasukuma ndaya ekitchen nam ndafika ndathatha okwam ndabuya ndatya. Ukugqiba kwethu salala cz besizophangela ngomso. Still ths man does not say anything. Besendizixelele into enye ngoku dat ndizonyamezela til ndihambe kulendlu once ndithuthe ndizambuza shame ba kwenzekan soze kalok tu. Ndiye ndaphangela kwade kwafriday le bendizoba off ngayo. Friday ndahlala endlin mini yonke ndacleaner gqiba kwam ndapheka ibiyilast day yam moss apha ndizohamba saturday nd mama kaOnke bezofika late. Late wabuya sayolanda mamakhe sabuya ndaphaka gqiba kwam ndavasa izitya kwalalwa following day ndavuka ndenza ibreakfast ndacleaner ndavasa ndanxiba ndalungiselela ukuhamba. Kutha xa kubetha oo1 ndathi kuOnke masihambe cz bethe uzondikhapha. We took ma bags ndavalelisa ndabulela kumamakhe ndahamba thou bekungemnandanga ncam bt I had 2 leave. Sahamba no Onke sayofika ePhomollong ndafika ndavula sothula ibags ndazifaka endlin sakhe sangqengqa. Lwandile coled ndangayibambi. Bendingafuni maarn uqale ndimsondeze kum naye ndingekayazi into yalo Onke ba ithini. We went 2 da mall sathenga ezinye izinto bezishota endlini cz bendifuna upheka,ubuya kwethu ndapheka satya gqiba ndavsa izitya ndakhwela ebhedin ndangqengqa coz noOnke bengqengqile. Ndiye ndabona ba kuyarhatyela nd akacaci ba uzohamba ndaqonda mandibe ndilungiselela uphangela ngomso. Kude kwasebusuku salala wangahambi uOnke. Ekuseni ndavuka ndavasela evaskomin,eish bendingasayqhelanga ke lena. Ndanxiba wathi uzondikhapha ndavuma ke nam. He dropped mi @ wrk wathi uzondibona ngeweekend cz ubuzophela saturday umsebenzi. Bendihlala kwam kungaqheleki kunjalo,uLwandile ebesamane efouna engandincamanga bt ndingatsho kuye ba Iv moved in ma place cz bendingafun eze. Besendinefoun entsha ngok ene internet so kobunye ubusuku bendinesiyalu I decided 2 download ufacebook no2go. I dd dat ndakwazi futhi zoy2 nd started chating. Da furst person I searched on facebook nguMzamo ndangamtholi then I searched Onke ndamthola wa accepter. Ndakhe ndaqala ndangena kwiProfile yakhe ndafika euploade ipic yecherry nd in his caption bebhale ba yicherry yakhe. Da name nd da surname of ths chick sounded so familiar 2 mi. Oh, nkosi yam! Hay andinokwazi ke ngoku.
Posted on: Thu, 11 Dec 2014 10:34:28 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015