Insert 55 Theres my bundle of joy in pink jumpsuit with a white - TopicsExpress



          

Insert 55 Theres my bundle of joy in pink jumpsuit with a white hoodie. Ndamthatha umntana wam iyo akamhle maan ntombikayise ifana notata. Me: haaa Svig lomntana ufana nawe kodwa yintombi. Svig: strongo gazi likatata nhe ngubani igama lakhe bby? Me: im thinking about Iyinkitha? Svig: yhoo lithetha ukuthini elogama? Me: kakade zange athiywe ndim uLwandle yi game yam kulo. Iyinkitha inceba kaYehova. Svig: yhoo hayi bby ubuliva phi eligama alinqabe kodwa limnandi. Me: from isiprofeto sika Tata waseZwelitsha. Uye wathi izaku yinkitha inceda ozayinikwa nguThixo. Svig: wow bby limnandi bby. Me: bby ngubani ixesha ngoku bby? Svig: half past 2 ekuseni bby why ubuza? Me: ndibona lento ulapha bby ngelixesha. Svig: kaloku bendifuna qala ndikubone ukuba uvukile ndizohamba. Me: ohk ke bby ungahamba uyophumla ubuye kusasa zakuncancisa uNkitha mna ndiphinde ndilale. Wahamba uSvuyile ndancancisa umntana wam walala ndayomlalisa ebedini yakhe ndalala nam ndothuke kusasa umntanam engekho kanti uyovaswa wabuyiswa elele nam ndayovasa ndabuya sekukho uDr. Sifumba ebhala into kwifolder yam. Me: molo dr Dr: uziva njani today? Me: no akho pain ndiyivayo ngaphandle kwezitishi qha. Dr: yah ndijonge zonke into zakho i think you are ready to go home today. Me: thanx doc zakufouner ngoku ndizothathwa. Dr: yhuu umkhulu lomntana kuyacaca ebegqithisile inyanga umphathe kakuhle ke lomntana. Me: ow yes i will. Wemka udoctor Sifumba ndawa efounini ngoko nangoko yakhala ifoun kaSvuyile wayibamba. Me: hey usalele? Svig: ndiyavuka ngoku ikhona ingxaki bby? Me: no my love ndi dischargiwe kuthwa ndingagoduka today. Svig: ohk ke my love mandivuke ndizonithatha ngoku. Ndalungisa ibags zam ndanxiba itacksuit bendizifakele yona ebagin yam ndazama uwrapper usana lwam ngamabhayi emva kwe30 minutes wafika uSvuyile sahamba ukuya eMotweni sadriver to endlini ndafika uAunty selayite iheater eroomin yethu ebizzy edibanisa icot yomntana from azapresents zebaby shower. Ndagalela amanzi ebafini yomntana ndamvasa ndamthambisa ivaseline eneHermanus ndamncancisa walala babuya eLwandle eskolweni ndabe ndisekitshini. Lwandle: mama uphi umntana wakho ebethe utata uyothatha umntana. Me: ukhona ufuna ukumbona. Lwandle: ewe mama funa ukumbona. Me: masambe ke siye eroomin awuzombetha umntana ubuthe uzamgxotha kaloku. Sahamba sobathathu noZuko sayongena eroomin wabe uSvuyile engqengqile ecaleni kwakhe. Me: nanku ke umntana omncinci. Lwandle: yhuu unempumlo encinci lomntana. Zuko: yhuu upink mama lomntana unalo igama? Me: ha ah akanalo ufuna ukumpha igama? Lwandle: barbie mama Zuko: ngu Michelle ingathi ngumlungu lomntana. Yhoo asayihleka noSvuyile lamagama aphiwa wona lomntana. Me: ohk ke boys gama lakhe ngu Iyinkitha qha naye ke uzabanagama amanintsi nje ngomnye uBhuti nguMichelle ke elinye ne elinye nguBarbie kaLwandle. Ndandifuna babe comfortable bobabini ngalomntana ngoba ndandinoloyiko le rejection enokwenzeka apha. Zahamba iboys zayokhulula iuniform zatya sabe sibonder sobathathu noSvig noMichelle eroomin. Later kwafika uXolisa noSomila bethenge isteel flask. Xolisa: ndeva kuthwa umntana akabonwa nje funeke uphethe into. Me: hahaha uzenza umntu kanene wawuyivaphi lonto otherwise thnx yazi yeyona nto ibingakhange ithengwe ke le. Svig: kulanto ke uNkitha ezakuncanca ibele likanina koko ade abe na5. Somila: yhu ha ah bhuti angade ancance abena 5years yhoo yakubhitya usisi, uthi ngubani nguNkitha lithetha ukuthini eligama. Me: hahaha Iyinkitha inceba yakaYehova. Xolisa: mmh nice name sisi yhoo uyathiya maan sathi sibanabantwana abe ephelile. Svig: yhoo nam khange ndilicinge eligama limnandi the more ndilicinga the more ndilithanda, ningekaliva alithiywe ziboys nizakuyihleka nilale. Somila: ow nkosi yam kuthwe ngubani? Me: michelle for uZuko, barbie for Lwandle abalibali umama ethenge umntana womlungu abantwana bam. Bahlala oSoso satyeni isupper sonke bemka later waqalisa umona kengoku sathatha itv ibise spare room sazoyibeka apha kuthi eroomin sabukela itv owam unyana akafuna ukuyolala eroomin yakhe. Lwandle: mna ndinesusu ndifuna ulala apha. Me: nana kaloku kuzalala umntana apha omncinci yena akakwazi kulala yedwa. Walila umntu saphela simyeka alale kodwa ngo10 wabeserhona wamthatha uSvuyile wayombeka ebedin yakhe.
Posted on: Wed, 30 Jul 2014 09:26:06 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015