Insert 56 ukusweleka kukaBhuti was the most traumatic experience. - TopicsExpress



          

Insert 56 ukusweleka kukaBhuti was the most traumatic experience. Was he waiting for me ukuba ndilotyolwe na? He was the only guy we had in my family so nw dat meant akhondoda kulomzi wasekhaya. It was Dec 31 when i got a call frm ino endingayaziyo. Caller: sisi ndingumfazi kaLunga ebehlala nam apha erhawutini. Hayibo uBhuti was not married nje. Mna; oh ok sisi so uvile ngaye? Caller; ewe ndivile sisi bendifuna ukwehla nabantwana. Yho unabo nabantwana na? Mna;sisi ndicela ukukupfonela after an hour uyeva? Ungaphatheki kakubi qha kukho into endifuna ukuyithetha nomama. Wavuma i went to my mom. mna: mama kukho umntu ofonayo othi ngumfazi ngabhuti Lunga? Mama; ewe mntanam nam undifowunele wathi babhala nakwamantyi. Mna; ok mama. Kutheni ubhutiLunga engazange athethento na ngalomfazi iwork kukho nabantwana. I told uAlu wathi masiyoprinta ideath izovela pha kuyo. If iyavela sichecke ngedeath ba utshate nini nobani? Sahamba nyani ndafowunela lasisi wandixelela igama lakhe uba kuKhunjulwa. Xa sifika nyani sheim they have been married for five years. Eyoba y thina singaxelelwanga andazi. I called usis khunjulwa ke ndathi makehle wathi ok ucela ndimdirecte xa esedutywa cz akazi ngowaseLady Frere yena. Nyhani ke bafika the following day nabantana ababini uSiyanda owayefana noBhuti Lunga exactly noNangamso owayefana nam. Yayingathi uSoso ndim ndisemncinci marn. Ndavele ndamthanda she was seven and Siyanda was eleven. Umama wabo ke wayesebenza eSpoornet/Transnet naye. Wayelilady mntakabawo. I loved her too. Wasuka ke umama ekhukhweni kwahlala umakotu lo. Wabe sekhawuleziswa ke ethiywa igama loba nguSimamkele. Waye wakhupha imali ke wathi uzowenza ngokwakhe umngcwabo womyeni wakhe. And she did sheim. After ubhuti engcwatyiwe kwafika ubhuti owayenxibe isuti wabe ethi uyilawyer ezofunda iwill kabhuti. Imali zakhe was shared between me, my mom, His wife , kids and my half sister. Indlu yakhe thina ke sasingayazi yaya emfazini nabantwana. So lomfazi dd existed nyani. Wanxityiswa izila ke uSima sheim and sasivana kakhulu. My half sister wafika ngomngcwabo wabe sehamba. Sasingamhoyi ke thina cz sikhule singamqhelanga. So my newly found sister yayinguSima. I told her ba ndizotshata and she said she can plan my wedding for free cz caba wayeyiyo newedding planner. Hayike i told uAlu and he was ok but wathi kofuneka simbulele ngento ndavuma ke. Sabuyela ekapa ke sabe siexchange ino naSima and abantwana bakhe babenephone. Naye ke wahamba sheim back to jozi. Sasiyithetha ephonini ke noSima eyomtshato. Sathi ke sizotshata ngoOctober 2008 ke cz sasicelebrator ibirthday zethu sonke Oct. I remember when i had to meet usisi kaAlu omdala uNomzamo. Weza eflatini yethu. She was not a friendly person. I cooked ke kuba ndandi impressa. Wathi efika nje Zamo; yhu Alu mntanasekhaya yintoni le usizisela yona ekhaya? Indlu emdaka kanje kodwa uhlala nomfazi? Asa: yhe sisi ubuze kulendlu okanye kuthi? Zamo; hayi ndiyancoma ukungcola oku nontombi andilwi. wavele uAsa weza nemop nepheyile mna noAlu sithule wathika uZamo. Asa; cleana ke khuthala uyeke usifundekela. Zamo; Alu uyamyeka lomfazi wakho athethe kanje kum? Asa: andinguye kwa umfazi kaAlu mna. Ndiphendula imibuzo yakho. Alu; sisi kungcono ubuyele ekhayelitsha andizuyipasa le yoba ugezele abantu endihlala nabo. Zamo; hayi ndihambise mntanasekhaya inoba nokutya oku ndikuphekelweyo kunamanzi. Undiphe imali yothenga noba ngukfc. Alu; sisi ubuze ngetrain moss so phinda ngayo mna andibamali kakfc wakho sishiye ngoxolo maMthombeni omhle endlini yethu ebgcolileyo. Eyona endiyithandayo emfazini wam kukungcola oku kwakhe. Waphuma enyoshoza wabe ekhutshwa nguAsa ngezithuko. Kwavele kwehla inyembezi kum. Klk ndiya kowabo loNonzamo ndizo bayintoni thiza wam. UAlu weza kum wandihugger. Alu; sulila kaloki maGebane. I will always protect u and ekhaya uya kum not kuye. Mhh my day was spoiled leligeza. Wabuya uAsa ekhala ngonx abaninzi andazi kwakwenzeni.
Posted on: Thu, 30 Oct 2014 14:17:04 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015