Insert 62 I closed the door behind me and sat on a sofa that is - TopicsExpress



          

Insert 62 I closed the door behind me and sat on a sofa that is in our bedroom and crossed my legs. Me;ufane wadikwa ke bhuti ndikufumene namhlanje Sam;you my lovely wife,you got it all wrong me;ohh,is that so now? Sam;yep Indlela le ebephole ngayo ibindinyusela ngomsindo worse kemna ngoba ndandivele ndibene picture yakhe making love to that nurse,ndonyanya zehla inyembezi...he came and sat next to me wathatha isandla sam wasibamba ndamjonga with my eyes filled with tears Sam;dont cry baby shes not worth your tears me;no woman enjoys knowing that shes not good enough for her husband Sam;you are perfect for me dudu,I swear Im not having any affair mna me;but la nurse ufike wahlala esitulweni sakho xa ndimbuza ukuba niyayi share office wathi mandihoye le ndiyizeleyo Sam;Im sorry ngaleyo ndizo dealer naye ngomso me;you mean you will soften her up? He kept quiet and formed a fist waphakama and bumped his fist on the wall Sam;dammit maan dudu! Ndathula ndathi tu.. Sam;look,if I wanted an affair it was gonna be with someone like you not a rude nurse and bendingasoze ndi cheat(e) with someone from work maan me;sukuthi maan kum kaloku Sam;xolo kodwa uyandicaphukisa nawe ngoba uyayazi andisoze ndiyenze lonto me;ugeziswa yilonto kanye futhi wena Sam;ndicela siyiyeke lento baby I love you,only you akekho omnye me;I love you too thats why ndinje Sam;I understand me;good xa undi understand,I want you to go to your superiors and tell them that ifolders from your office maziqokelelwe ngu nurse oyindoda or uzise ngokwakho ereception he kept quiet wajonga phantsi ixesha elide, Sam;youre asking too much now me;andidlali ke ndikuxelele,andikufuni ecaleni kwabantu abangama lady funeka usebenzisane namadoda qha! Sam;you might as well ask my manager to fire all the young nurses mos me;You can do that too if izokunceda ungahendeki andisiso isidenge mna Sam;baby youre overreacting now me;tu kengoku Sam;yho! Ndaphakama ndaya and went down stairs,he followed after me Sam;mmm kunuka kamnandi apha Amanda;wait till you taste it bhuti me;akasalele umntanam bethuna Sam;uzovuka angafuni ulala ke xa silele thina me;hay wayeka nje sam;kaloku unobushushu ngoku me;mmm Amanda;ndicela niye etafileni we got up,she disappeared to the kitchen while we went to the dining room..Sam rushed to pull a chair for me ndamjong wancuma ndahlala naye wahlala kwesakhe me;enkosi Sam;I love you ndathula,Amanda walked in with food,she served us then wahlala phantsi naye...Sam said grace and we started eating me;wow Amanda smiled Sam;delicious Amanda,you should consider studying hospitality Amanda;ewe bhuti ndizofunda yona I even got a bursary,isnt that great? Sam;wow,congrats you deserve it I was smiling all this time,ukundweba kuka Amanda kwakundihlekisa sometimes and ke uSam wayevele adikwe kwangoko qha angazicacisi after dinner I did the dishes ndagqiba,I steralized ibhotile zika nana and made her ibotile yasebusuku then I prepared ukutya kwakhe ndayomvusa..after 20 minutes evukile ndamtyisa esokolisa but I managed then after 5 minutes egqibile ndamselisa ipanado ndamhlamba ndabe sendimphuza a good night kiss ndambeka ebedin yakhe,Sam walked in Sam;yeka ndimlalise me;okay I cleaned up her room and walked out,leaving them to bond kakuhle..my husband is so hands on ku Samantha akafuni nova ngaye..I went to the living room,Amanda was there me;ulala nini? Amanda;uphela kwalento me;okay Amanda;sisi uright? Me;ewe why? Amanda;ingathi owukho right me;inoba ndine worry ka Mantha thats all amanda;okay ke Sam walked in sencumile Sam;I need to be awarded for being the best daddy Amanda laughed..I faked a smile me;good night dear amanda;good night sisi Sam;sesilala na? Me;you can watch tv Sam;good night amanda amanda;good night bhuti I got up sayolala nomyeni wam...I changed into my pyjamas and got in bed naye wangena ke wesenxibe ushorty wakhe..when he tried kissing me ndajika and faced the other side Sam;and then? Me;nothing wathula..I remembered ukuba khange ndithandaze,I closed my eyes and said a silent prayer ndagqiba ndavula amehlo, Sam;if you dont believe me ungacela umntu phaya emsebenzini andigade me;for ntoni? Sam;uzotsho ubone ukuba andiyonto ku Lizzy shes just a colleague me;thula if uzobe undiqhatha Sam;if ndiyavuma ndizobe ndiyakuqhatha but now im telling the truth,what more truth do you want? Me;man that woman disrespected me,uyithathaphi yena lonto yokuhlala nasestulwen sakho? Sam;I said I will deal with her ngaleyo me;mna Sam bendikhe ndangabikho for 3 months then ingqondo yam yabayeyosana for a month so lonto ithi bendi absent for 4 full months,clearly ngoku bendikwi coma ubukhe waphelelwa lithemba wazama omnye umntu Sam;I will say this again,if bendifuna umntu it was gonna be someone with morals like you but fortunately you have everything that I need so andinoze ndibenomnye I wanted to believe him but my heart wouldnt let me kanti ndiqhele uxola kwangoko..we argued sadinwa then I fell asleep.
Posted on: Thu, 02 Oct 2014 07:03:21 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015