Insert 64 I hung up ndaya kumama elounge sendingcwengise - TopicsExpress



          

Insert 64 I hung up ndaya kumama elounge sendingcwengise iinyembezi. Me: Mama uthi uSne uMalibongwe usesibhedlele Mom: Haybo? Njani? Me: Andazi, uthi umbone ephonini kamamakhe, wathi xa embuza hes admitted phaya uyagula(I sat next to her) Mom: Yho, inzima kengoku sisi. Sukulila maan uzakuba right(she hugged me) Me: I hope so, ndingaya ukuyombona? Mom: Ukuba uyafuna ntombi, kodwa uyayazi imeko. Me: Ewe, hayi mandingayi ke ndizosuke ndicele uSne amane endibuzela kumama wakhe uba unjani. Mom: Okay ke mntanam, hell be fine ungazi stressi, utheni uSihle? Me: Uthi masiye next weekend Mom: Okay ke, urhalela ilokhwe enjani? Me: eBlack and Gold Mom: Hey uyamthanda loblack wakho. Me: Umhle nje mama Her: Okay ke sisi, intloko? Me: Hayi andikayazi yaz Her: Okay My phone rang it was Sne Me: Hey Her: Hayi kaloku ubuzothini ngoku ubufowna Me: Oh! Nah bendizothi umama ucebise ukuba masiyojonga iilokhwe eDurban sizohamba naye. Her:(she screemed) woow! Okay chomi ndizoxelela umama ngoba besithetha ngezolokhwe apha Me: Sho ke Her: Shap. A week passed, uMalibongwe kusathiwa uchacha kakuhle esibhedlele. Kwezinye izinto isengu ndalashe. Lafika ixesha loyothenga iilokhwe nesuits sahamba nyani sazifumana futhi ezicolour sizifunayo, I got a short Gold Bodycon dress with black shoes and black clutch bag, black neck piece and earrings. Sihle: Black suit with collarless shirt and a Gold pocket square, Black shoes and Gold wrist watch. USne yena wathanda an empire waist dress imfutshane neyakhe but iblack, with Gold clutch, neck piece and earrings. Siya: Black suit with a Gold/Yellowish tie and black shoes.. Yafika imini yefarewell, umama borrowed me her car kuba sasizoyokwenza inwele. Ndayothatha uSne noSihle saya eThe Mall uSiya sasizodibana naye pha, uSne wenza iboycut mna u20inch weSide fringe and highlighted it apha ngaphambile ngepiece eGold then yatongwa, ndandingamsehle. USne suggested that sifake ieyelashes hayke zandi irona zona satwizzer sapha mntam. Iboys zona zazizocheba. Sihle: Yho ndase ndathanjelwa ngamadolo Me: Haybo! Him: Yho umhle baby Me: Oh thanks nana Siya: Yimani, mna ndirhalela S-curl Sne: Gqiba kwakho uhlale pha kokwenu ke baby andinobana date yoyikekayo mna We all laughed Siya: Hahaha yebaby njani na? Sne: Uzabe uchininika uhamba nam? Hay please, Zee masenze inails Me: Oh ewe neh Her: Ewe. Nyani sacela ukwenziwa namazipho sagqiba sabhatala sayongena emotweni uSiya waza kule yethu wama efestileni. Siya: Guys whos driving ke late? Me: One of you boys kaloku Sihle: Ndingaqhuba xa kusiyiwa ke but not xa kubuywa ndifuna ukhe ndirhabule Sne: Makuqhube wena ke Zee xa sibuya because uzonxila noS-curl Siya: Hahahahaha ndizokuqhwaba wena. Me: Hayini ninganxili nonke kaloku, ngena Siya sithetheni kakuhle. Wangena nyani ngemva and kissed uSne wakhe Sne: Izakuthini into ye after party Me: Izakwenziwa kaloku moss esikolweni Sne: Hayi maan eyethu masiyenzeni eMonti please, sizoya ngomso namhlanje sose sisele noba zimbini then sivuke sihambeni ekuseni uSihle angabi sabuya nathi Me: Hey hay ininzi kengoku lento uyithethayo Siya: Ndivumelana nobaby mna Me: Sihle? Him: Ndiright noba kwenziweni baby wam uba uzobe ukhona wena qha Me: Indawo yolala? Siya: Ill pay for accomodation, bubusuku obunye moss? Sne: Ewe baby wam Me: Yimani ke, xa kuzo vukwa kuhanjwe ngomso koqhuba bani sibe singakhange silale? Iworse ke nina bafana nizobe nine bhabhalaza Siya: Ndizokuthengela iredbull uqhube maan Me: Amen(I clapped once) ingathi ngesikhe siqaleni ngale yanamhlanje sizakuyibona eyaseMonti Sne: Kodwa siyaya eMonti Siya: Siya ngqo baby wam noba sibashiyile aba Sihle: Unxilile na Siya Him: Ha.a fethu Sihle: Mhm, masihambeni kaloku Me: Sowungxamele uyonxiba na baby? Sne: Yechomi imakeup? Me: Itheni? Her: Soyenziwa ngubani? Me: Ngumama Her: Masiyothatha impahla zam ekhaya ke ndizonxibela kokwenu Sihle: Masinxibeleni kulo Zee sonke maan Siya: Good idea, mandihambe ke Ill see you around 5pm Sne: Hay baby unga delay please, ngo6pm funeka sibe sipha Siya: Ngo4:30pm ke baby Sne: Uyayiqonda moss uba usezohlamba baby? Ugqiba uyonxibela kulo Zipho and ixesha zipast 2pm ngoku Sihle: Uwhoa! Sanya nini(walalisa isitulo) undivuse baby ugqiba kwabo Siya: Baby ndiyahamba kengoku ndizofika ndihlambe ndize Sne: Good, imotor? Him: Ndizoza ngayo, ndizokuyishiya pha kulo Zee andithi sohamba ngeka tata wakhe? Me: Ewe hamba tana Siya. Him: Kisses baby(he pouted) They kissed wahamba, we drove to Snes house safika sangena sonke. Babe abantu behleli elounge. Me: Mholweni(I shook their hands) Mrs S: Molokazana Mr S: Ngumolokazana walapha na uZipho? Me: (Ndifile zintloni) Ninjani mama? Mr S: ugood ke ekuzuliseni uZipho ndiyamazi Mrs S: Ungumolokazana kuba uzokhatshwa nguSihle kwifarewell ayiyo lento uyicingayo. Mr S: Ohh, unjani ntombende? Me: Ndiyaphila tata akhonto kunjani kuni? Siphosethu: Ndiyamthanda kelomntwana, khomtshate Sihle unembeko maan. Sihle: Pholani nina, Ive got this. Mr S: Hahahaha yekwedini uthi ungatshata uZipho ngoku unamanxeba? Mrs S: Hayike tata kaSnesipho angenaphi amanxeba. Sabs: Uzakunya ukuba zange umxelele uZee ngalento Mrs S: Hey subakrwada wena. Sne: Mama siya farewella thina tonight, sicela nisiyekeni tana. Mr S: Uyawu farewella udumbe ilihlo uba awunangqondo. Sne: Tata kaloku yho! Sihle: Let me go take a quick shower Ill be back just now. Sne: Mama itixiwe ibedroom yenu? Nam ndibe ndihlamba pha? Mrs S: Ha.a sisi hamba, impahla zakho ziphezu kwebhedi. Sne: Masambe Zipho Me: Oh cool. Salandelelana sayongena kwibedroom yabazali bakhe, she took a quick shower ndashiyeka ndihleli kwicouch, wagqiba wanxiba ishorty nevest ezikhupha kwicloset kamamakhe then wathatha ezefarewell saphindela elounge. Sne: Hayini uSihle akakagqibi Sabs: Akazithatheli phezulu izinto uSne Sne: Why ningaphangelanga naSabelo? Nase nandidika(she turned waya kwipassage) Sihlee maani Wasabela evakala ukuba uyeza, wafika nyani ephethe impahla zakhe. Me: Besicela indlela kemama nawe tata. Mrs S: Ngoku asizunibona na xa ninxibile? Sne: Ill send you pics mama. Her: Oh nihambe kakuhle. Me: Mama bendicela ubuza. Her: Ewe sisi. Me: Utatu Malibongwe unjani? Her: Ndise off sisi, but ndimshiye eright Me: Okay mama enkosi Sne: Andiyazi ke le yokuzibizela idepression Zipho. Me: Masambeni. We said goodbye saphuma sahamba. USihle wangena ngaphambile uSne ngemva then we drove off sayofika ekhaya utata sele efikile ehleli elounge eziselela iwine. Me: Tatam which car are we taking? Him: Your mothers Me: Yhu! Sne: Hay soze tata uxolo Me: Haybo tata Him: Hahahaha haybo itheni imotor kaBee? Me: Hayi tata corolla!? Dad: Itheni kaloku? Sne: Hay uxolo tata but ayiyilungeli le occassion Me: Sicela ibenz tata bo, you promised Him: Whos driving? Me: Sihle and myself. Him: Okay, yithatheni ndithembe wena ke Zipho ngemotor yam. Me: Thanks tata, ngomso besicinga ukuya eMonti. Him: Kwangale motor yam? Me: No, ngekaSiya, izolala apha. Him: Mk aniphaphi. We laughed ndayohlamba ndagqiba then wore my gown ndabuyela elounge, ndafika umama sele ebuyile noSiya ekhona. Me: Mama khowusizame ngemakeup Her: Awumhle maan mntanam, uhlambe njani ngezizinto zisemehlweni? Me: Kakuhle mama. Her: Ohh, yizani eroomini ke noSnesipho, boys yibani niyonxiba eroomini ka Zipho. They got up bahamba, saya eroomini kamama thina wasenza kakuhle then sayonxiba. Heeey sasinge bahle hay suka!madoda, engemhle uBrown ku all black wakhe, ipocket square yakhe yavela yodwa emhle kakhulu. Sonke maan noMsiyana ngokunjalo. We finished then took pics, Sihle drove us to the Venue ndikhwele ngaphambile uSne noSiya ngemva. We got there in time sakhe sahlala emotweni kancinci bafika abantu babaninzi, Oyintanda was stunning in a Purple cocktail dress, ndamthi tshee nje engena ndabonisa uSne wanyevula. Finally saphuma nathi sayongena, kwakuhlala 6people kwitable nganye. Baqhubeka ubusuku kamnandi uBrown endithe nca endiphuza into engapheliyo, Mfundo came to our table, yho uyaluthanda uqhushululu lamntu. Him: Msiyana. Siya: Olla ndoda, ugrand Him: Yeah, unjani Zee Me: Good you? Him: Can we talk? Sihle: Mandingadeleki bo! Me: No dear we cant (I then leaned on my Browns shoulder) Him: Please Sne: Mfundo ndicela ungasidiki please Him: Okay, bendifuna ukukuxelela ukuba umhle Me: Thanks Sihle: Khame khe ndithule Sne: Ulithunyelo kodwa Mfundo, idemon, Satana uqobo Him: Mxm He left, yho yawathanda amehlo labhuti andinabhongo lakhe. ..... Network idlale ngam ke apha, if kukho errors, am sorry my angels :* I love you so much
Posted on: Wed, 22 Oct 2014 20:01:36 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015