Insert 64 :) The bell rang I guess it was break because besise - TopicsExpress



          

Insert 64 :) The bell rang I guess it was break because besise class(in) for almost an hour..my class mates went out ndaya ku miss Me:ughm sorry maam Mam:uthini ntombi Me:can I have my break here in your class..cela uhlala apha for I break Mam:I heard you the first time..kodwa why? Me:the thing is andazi mntu and nzoba funny xandihleli ndedwa apha Mam:akho ngxaki ntombi kodwa uzobazi njani abantu ungaphumi? Me:nzoba- maam kodwa not namhlanje Mam:okay hlala ke ntombi mna saya e staffroom Me:enkosi She went out..few seconds later kwafika ezinye I guys and bezifunda kule class ndikuyo..they came to me Guy1:hey Akhona Me:hi Guy1:let me introduce us..mna ndingu lavela lo ngu athi lona yena ngu aya Me:nice to meet you Aya:so awnatshomi Lavela:duh **girly voice** uyafika lomntu apha Aya:ngu Akhona not lomntu Athi:heee hay yazithandisa ngoku Aya:hayke ngoku ayikho le uthethayo Athi:lav yaybona le kaka yaz thandisa Lavela:hay tshek kwedi andingo love wakho tshin I laughed..they looked at me Me:what? Aya:you can actually laugh Me:khona na umntu ongakwaziyo uhleka Aya:ha a Athi:yonqeneka kalok ingathi awfani uhleke Me:so ndimbi olo hlobo They laughed Lavela:geez girl awumbanga tuu and wawuve ngabani ba umntu ombi akahle Me:nam andaz was just asking Aya:umhle ke yevha Athu:heee le kaka Aya:tshek kwedin une ngxaki nam lavele:hay man nina Bagezelana I was laughing my lungs out the bell rang.. I must admit I enjoyed their company..we were given books and timetables ngo 13:30 school came out I headed for the gate and I heard someone calling my name ndajika bingu aya ndama Aya:hee uhlalaphi Me:e dimbaza Aya:uzohamba naban Me:nzokwela I taxi Aya:iza masi walke saver lo mali for I airtime Me:okay Aya:so usitshintsele ntoni iskolo Me:its a long story Aya:inde nalendlela siyaamba ngayo ngath ngow qalisa uthetha Me:no man Im not ready to talk about it Aya:okay I understanf Lavela and athi came to us sa walker sonke Athi:ndidiniwe ngoku mna Lavela:iza ndik bele Aya:heee kudala ndiythetha leyakho Lavela:hay tshike kwedin Athi:hay ndaxoka andidinwanga man..masthengeni I drink Lavela:mas base Aya:2.50 sonke Nday khupha I 2.50 u athi wayo thenga samlinda my phone rang bingu sanele Me:hey Sanele:baby uphi mna ndise Skolweni sakho Me:ulapha e dimbaza Sanele:ewe Me:nda walker nda goduka Sanele:akhona uphambene Me:ngantoni ngoku Sanele:kuthen uhamba ngenyawo njena Me:ayonto Sanele:ima apho ke okanye ufuna ezontwana Me:hehake sanele Sanele:ndawoni ngoku? Me:ndi ngakwa ngoma Sanele:ima apho ke Me:okay Wa dropper I phone..they looked at me Me:ndishiyeni Aya:ngoba ngok Me:ndizothathwa Athi:ngu bhuti wakho Me:noo Lavela:andifuni nobuza bye akhona Me:bye Athi:hugs Aya:thats so gay Athi:uphambene wena U sanele wafika..I hugged all of them ndangena I motweni I leaned for a kiss waguquka wajonga e festilen Me:o k a y Sanele:u grand Me:ryt wena Sanele:hay ndi sharp Me:k Sanele:ngowphi owakho Me:entweni ngok Sanele:kwezi ntwana ngomphi I o yakho Me:hehak Sanele:yinton? Me:yinton le undbuzayona Sanele:andifuni uphinda ndikubone uhamba neza kaka Me:hay kengok Sanele:yintoni? Me:uzondikhethela I tshomi. Kengok? Sanele:itshomi? Zitshomizakho ezya Me:ewe Sanele:ayaphi amantombazana na ntombi **in my moms voice** I couldnt help but laugh sanele uyadika Sanele:uhleka ntoni Me:wena tsh Sanele:masbe erious ke baby Me:ngantoni Sanele:andifuni uhambe nezantwana Me:ngoba Sanele:ba baya kuplita Me:anzoba vuma Sanele:bayayaz ba unomntana? Me:no Sanele:mhh Me:yinton Sanele:ngase ziku zume ezantwana Me:you dont mean that Sanele:no I dont because andifunu banjwa mna Me:buzobanjelwani Sanele:nzozi bulala kalok zekhe ziku moshe Me:their funny I like them abanondi mosha Sanele:bayondo gqitha Me:no baby akhomntu unokogqitha wena baby Sanele:nyani Me:ewe He leaned for a kiss ndanjonga e festileni Sanele:hee uyabuyisa Me:maybe Sanele:okay We drove off until we got home I took off my uniform then saya e king ndiyobona u lunje siye saya kwa checkers u sanele wathenge I huggies ne bisi Sanele:yhuu yatya gqiba inye lantwana Me:fuzile Sanele:ubani Me:the other guy I know Sanele:mxm awlambanga Me:noo Sanele:okay Sayakowabo sanele yabe I gate inga tixwanga Sanele:inoba u oledi ukhona Me:umnke engekho dahn Sanele:ewe wafaka I moto e garage we got out he knocked I was behind him kwavulwa Sanele:uzothini wena apha?sapha umntanam..
Posted on: Sat, 03 Jan 2015 13:04:51 +0000

Trending Topics



iv>

Recently Viewed Topics




© 2015