Insert 75 Gogo: hey xa ndimhlahluba oko kuvela umntana - TopicsExpress



          

Insert 75 Gogo: hey xa ndimhlahluba oko kuvela umntana ndiyaxakwa ke mna uba njani ndibe ngambuza nomamakhe wase wathi hay ngumoya umdaka uzifhla ngomtwana ufuna anganyangwa umntanakhe kube ngathi umithi. Mna: hahhaha! Hehake moya omdaka,yayazi ke tana gogo njengoba abantu bethanda kangaka usukela amagqwirha liyawuze liphendule gqwirha ngenyimini lithi andikenzi nto ke kule gem. Wayihleka umakhulu sana,mane esithi yho awusanga maarn Mna: hay aloku makhulu lamntu undibuzile ba ngk ndandiqala umitha ndandisiva ntoni? Ndamxelela ke nam qha ndaqonda andizuzihlupha ndimbuze ba kuthen ebuza. Gogo: yhoo! Hay umthi ke moss icacile,lonto uphantse wandenzela ingxaki ngoba kaloku mna ndimfaka iziwasho ezistrongo andimazi uba umithi besizovele siphume kwa eso sisu. Mna: mhlawumbi befuna lonto Gogo: yhoo! Hay angazowenzela apha kwam lo manyala andincede mna. Kwaaa ndavele ndamhleka ngoba uthetha ingathi uselapha,sayihleka sana kwangena umakazi evela emsebenzini. Makazi: yho anisayhleki maarn ndiniva ndingaphaya kwegate Gogo: oh! Kumnandi xa nihleka nodwa tana? Njengoba ndiqhele ukhwaza ndincame nje mna nibe niythintsa tana. Sithe sisahleka seva ngotamkhulu ekhwaza endlin yakhe Hey hake nindikhuphe phandle nam ndizoyhleka le ihlekishayo. Besiye simkhuphe ke nyan xa kushushu ahlale emthunzini,beseguge nyan ke umadala kangangoba kwa abantwana aba bakhe ebengabazi usuka apho ebethi aba bakamakhulu abantwana ngabakhe,which is abazukulwana bakhe ade ababize ngamagama otata babo. Siye sakhupa xhego phandle nyani sabalisela umakazi ba bekufike umakazi noNasiphi sayibalisa ngobunjalo bayo Makazi: haybo uyazi ke bendothuswa ngomnye esiphangela naye wala lali yabo esithi uNasiphi sekefunda eQumbu tech ngoku. Mna: haybo! Ukusukela nin? Makazi: andazi kodwa kuthwa ebegula mamakhe wathutha wayomhlalisa kwasis Nomonde. UnoNomonde yisista kamama kaNasie nGqo bayelamana qha betshatele kwilali enesiskolo. Mna: yhoo hay icrius lento yalo moya omdaka. Sayhleka nomakhulu. Makazi: iworry yam azuba akamithanga na uNasiphi nje abe unddlala ngosisi. Mna: naye uyobe uyathanda udlalwa,ngoba kaloku mna bandibona ndisese St Johns ba ndimithi ndiphethwe sisiluma,xa emazi umntu ba uyagula xa emithi uthen engazuyicinga kulo wakhe?? Hay masingabhanxwa. Gogo: hey awuthethi simisane maarn khawuyophaka sitye.. Ndahamba nyan ndayophaka,basebebuyile nabantwana esikolwen,bendivana ke shame nabo noko nje bebesile kodwa bebendimamela nd befundisiwe usebenza bebekwazi upheka xa ndiphekile bavase izitya bona. Bekumnandi ke shame kwamakhulu besingayidingi into yosihlekisa ngoba nabantwana bakhona bayathanda uqhula,mna bendisamane ndigula ndingade ndibe ryt ncam bt with ol da support bendiyithola komakhulu,hay shame bendingasenaxesha lakhe naloVuyo kodwa bendifuna ukumbona ndizomxelela indaba zakhe.nokutya bendingatyi ncam bendicengwa ngumakhulu ade abuze baurhalela ntoni namhlanje? eyonanto bekungcono ukuyitya ibingumphokoqo ndiwufake irama useshushu ndisele nerooiboos emnyama,abe ngayfuni ke umakhulu lento ethi ndizobane quash,ancame andenzele uphokoqo onebisi nawo kodwa nditye kancinci,ubeye athi ke kungcono nditye kancinci noba nditye kay10 nggemini kodwa mandihlale ndisitya. Sade saya uyokwenza iHIV test endikhaphile umakhulu,icounsilling uyiqala ndisesendlin ke sana owam ugogo ndathi ndifika phaya babe bethetha yonke into endiyaziyo. I tested negative,kwabe kuthwa funeka ndiphinde afta 3mnths,nyani andabinangxaki. Easter Holidays. Ubuyile lo mrhangqala unguVuyo,umakhulu nomakazi bebesiya epasiken eLesotho,so bendizosala nala mama uncedisayo nabantwana. He coled mi wathi mandilungise siya kwagqirha da following day. Bebebuyile ke nabanye abantwana kwamkhulu kugcwele ubekhona ophantse alingane nam,bendimshiya nje ngonyaka uNelly,I told her ba ndiyaphi akabinangxaki ke shame cz besweet yena nd I told her ba umakazi bethe ndingayenzi lento bt mna ndifuna ubonisa lo unguVuyo. Ndavuka ndavasa ekuseni ndalinda uVuyo,bendixakeka ke xa funeka ndinxibile cz bendibhityile shame ndiyellow qha,so ndathatha ilokhwe kaNelly cz bengenasiqu so she suggested ba ndinxibe eyakhe,wafika lo unguVuyo wafouna ba uphandle mandiphume sihambe,ndaphuma nyan wabe ehamba ngemoto yakokwabo sahmaba sayofika kuqumbu oko ndibulise ndabuza impilo kwaphela incoko emva koko. Fika saya kwaMgobhozi,wathetha lo rhunta wentsula ba ucela iscann,nyan kwenziwa la process yescann,watsho ba umntana yintombazana,wandijonga lo wanccumancumeza ndabe ndidikiwe, wasuka wabuza uVuyoawukwazi undijongela ba umithe nin umntu sisi? Doc.:kanti wena awuzazi ba umithise nin na? Him: hay sendfuna uqiniseka Doc.: wenza intozakhe gqiba wathilast week of september or first week of october Him: oh ohk. Ndabuyange3rd ka october ke mna ebhay ndaya eRhini. Sasuka apho wandigodusa engathethi,wandibuza xa siphuma pha ba ndifuna utya nton ndathi ndihluthi. He dropped mi @ home wagoduka engathethanga. Later xa ndizolala my foun rang Mna: elo Caller: jonga cc khafune utatom
Posted on: Tue, 07 Oct 2014 05:57:54 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015