Insert 8 safika emabheleni kuphithizela sangena endlini - TopicsExpress



          

Insert 8 safika emabheleni kuphithizela sangena endlini sabulisa abantu bebesendlini, kwakwenziwe nomqombhothi I ask my self kwenziwa ntoni apha zange ndaba nazimphendulo. Kwangena lasisi wayethe ungudadobawo wam sabulisana dabs: utyile lolo? Mna: ndiseryt okwangoku dabs she doesnt take no for an answer ke waphakama wayo ndenzela ukutya wandinika ndatya but i didnt finish cz bendihluthi nyani ndaphakama ndayobeka isitya. Ndangazi ukuba ndizakuthini cz bendihleli nabantu abadala and nalomntu bendize naye undishiye apho kulondlu. Kwafika three gals abanengxolo nje enkulu omnye weza kum wathi nguwe kanti loo sendibona nje ngelentloko embi mna:haaaaaaa sisi awuboni nangamehlo (we both laugh) her: ndingu Lusanda ke mna wena? Mna: ndingu Ayabonga her: hayi phakaba wasuka wa c-ous apha (she hug me) ndingu sisi wakho ke Aya mna ndiyi first born katata mna: wow i ddnt knw ndinosisi her: hyk uLusanda its ur sister qala today hlale uyazi lonto mna: nice to meet u cc her: phakama ke ndizokubonisa abanye she introduce me kulamantombi bekengena nawo den saphuma wandisa kwabanye. Xa sisonke kutata siba six (6). Ndabona nomama wethu ozulungeleyo wandi welcome ke bantu wandixelela sukela today xa ndifuna ukuza ekhaya ndize any time ndizafika ekhona sekengumhlali wasemakhaya ngoku ndavuya ukubona abantwana bakatata xiem. Wangena notata eziselele wandibalisela waba buhlungu kanjani dat day bekefika kum ndingamazi bt wazixelela ufuna izinto zibe ryt between us waxolisa ngokungabikho kwakhe ekukhuleni kwam bt he promise ukuba uzaba khona ngazozonke intsuku zobomi bam wathi masiye ekamereni him: vula apha le box ibisongelwe ke nayo ndaythatha ndavula bekuyi phone (motorola) eblack n silver mna: nantsi him: switch on lena ke ntombi yam ngeyakho when i need you i wl call nawe xa undifuna make a call or call back mna: ndiyabulela tata (ndandingenalo nofifana lwe4ne) cz zange ndakhe ndaba nayo eyam bendiyibona nje nekancinci bendingakhe ndiyithathe ndandibuye kakhulu ndingakwazi nokuzibamba ndade ndakhala and bendingalindelanga klk ndabonga kakhulu. Ndalala nge smile lomini ayikabi nazo nenumber lephone............
Posted on: Fri, 11 Jul 2014 08:39:54 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015