#Insert1 - TopicsExpress



          

#Insert1 It was saturday ndavuka e flatin yam ndaklina ndahlamba kuba ndizoyo kwenza shopping ndagqiba ndahamba ndaya kwa Checkers,ndachola chola ke izinto ndaqaphela uba kukho lo bhuti undilandelayo ndibanga bheka kule ikona usemvakwam,ndahamba ndayobhatala wafika wathi ucela undibhatalela ndathi hayi enkosi bhuti,ndabhatala ndagqiba ndaphuma.ndithe ndisandophuma wandikhwaza lo bhuti andamhoya weza engxamile wandimisa. Him:uxolo wethu mntwana wabantu undiphandlile ndikuthandile. Me:enkosi but ke ndingxamile uyandilibazisa. Him:ndicela i number yakho ke kwenzela sidibane xa ungangxamang. Me:sure ndamnika: Him:enkosi nantso ke eyema watsho endi buzzer,ndizi saver ngabani ezi number?. Me: Phozisa. Him:0wk Phozie ndingu Siyabonga kemna ungandibiza Sia. Me:0k Sia ndingxamile ndatsho ndihamba. Sia:Ndizokufounela ke. Ndafika e flatin ndafaka ukutya kwi ndawo yako,ndaphumla kancinci,ndaqonda mandifounele i friend yam u Unathi yatsho ungena kwi voice mail,ndaqonda mandibukele i movie Titanic.ndithe ndisandoyibukela imovie ya ring i foun yam ibingu Sia ndayiphendula. Me:hello. Sia:hey Phozie benditshilo ndathi ndizoku founela bendingadlali ngoku bendisithi ndiyakuthanda. Me:0k Sia:bendicela ukubona ngomso plz Phozie. Me:Ndiya e caweni ngomso. Sia:After church plz. Me:0k fine. Sia:singadiba e Town ndizokufounela ungandiphoxi nhe. Me:sure I hang up ndabuyela kwi movie. Ndisabukele i movie kwatsho i nock ndayovula it was Bongani my boyfriend,besine 2yrs sithandana no Bongani sisuka kwi dolophu enye saza ekapa sobabini wayezihlalela nam ndizihlale.wayesiza kum nam ndisiya kuye. Bongani:Hey myluv (kissing me) Me:Hi bby unjani. Bongani: Ndi ryt qha ndikukhumbule nana wam. Me:Nam ndikukhumbule I kissed him hayke ya shushu i kiss kuba ibike iphele iveki singa bonani ngenxa yomsebenzi,wandifunqula u Bongz wandichopisa kwi couch he kissed my neck then my tits ndanikezele wandilalisa nge cala kwi couch walala emva kwam ndawuphakamisa omnye umlenze wajonga phezulu kwamandi.ndathi masi changer position ndathi maka chophe wachopha,ndamzela ngomva ndamenza wathi mandiguquke ndaguquka ndajonga kuye wabe endibambe ntshii senza sagqiba ndahamba ndayothatha i towel e bathroom,then we cuddle for 30minutes. Bongani:mmmhmm undipha ka mandi mntu wam ndatsho ndalamba. Me:nawe nje undipha kamandi. Bongani:ndize ne nyama ke ndiyishiye e motweni,ndizokuphekela vha. Me:0k luv (smilling) uBongani wayendi spoiler endiphekela wabuya nyan ne plastic ene beef saqala ngohlamba wapheka ke u Bongz satya. Bongani:ndingena i night shift ke myluv ndize nayo i uniform ndizohambela ngapha: Me:0k mntu wam ndizokukhumbula. Uye walungisa ke wahamba ndashiyeka ndodwa ndazama u founela u Unathi friend yam ya ring isdala i foun yakhe wade wayichola. Unathi:Hello chomiE. Me:Hey awunqabe nje. Unathi:uyayazi kalok yi wknd chomam. Me:hay uyathanda ukonwaba ndifouna njee wethu. Unathi:hay kalok wena ngogcina indlu uyaphoswa ke sana. Me:Hay wethu mandiphumle xa ndi off. Unathi:ndizoza kodwa chomam ngomso vha. Me:ngomso marn kukho omnye ubhuti ofuna udibana nam besidibene namhlanje umhle noko. Unathi:ngoku uyamoyika hay kawuyeke uzenza umfazi ka Bongani awumazi noba akadyoli na kula Mandaly ahlala kuyo funeka nawe ubene spare wheel. Me:mxm. Unathi:bye choma chat ngomso. Me:sure I hang up ndayolala ndicinga nge ngomso uba ndizoya na ku Sia.
Posted on: Wed, 30 Jul 2014 10:47:47 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015