Insert18 yabuza lombuzo intombi ideda umva ibheka ngasemnyango - TopicsExpress



          

Insert18 yabuza lombuzo intombi ideda umva ibheka ngasemnyango ibile apha ebusweni,thabiso ndiyabuza njembe sinomntana uthini ngathi sobabini?.uthabiso wayempholele usphokazi ngingathi yinto ekudala ahlale eyilindele lenasphokazi akusekhonto ingathi,the is no us so ndicela usuke emehlweni ndiyakcela sisi plz khawuzicenge uphume ngomnyango.usphokazi she was in deep pain after evile ukuba uyaliwa wazkhupha inyembezi phambi kothabisothabiso ndicela undxolele i know ndim owakonayo cn you please cme back ndifundile ebomini,umalume wakho wandi dumper after endimithisile ndalooser umntana after tht ndava kuthiwa ubanjiwe,thabiso andina ndawu yohlala.ndicela undxolele ndisalufuna uthando lwakho oluya wawundinika lona.usakhumbula ezilalini sisengabantwana sithandana udibana emlanjeni silahle sobabini singoduke xakuvele amathunzi?wayesitsho lamagama enyembezana kungasekho cebo kusphokazi.thabiso bendicela nje ubuye,ndiyayazi akululanga kodwa cn you please do this for the sake yam nomntana wethu,akululanga ubangumntana one parents ezi ezahlukeneyo,please thabiso ndiyayazazi ndandi wrng kakhulu futhi ngothandana nomalume wakho,ndicela undxolele.wayeme kude ubulelwa emamele engenalo nexhala,futhi lonto yatsho yaza nobugqina balento yayithethwa nguthabiso elwandle ukuba yayiyi nyani.uthabiso wava kabuhlungu xakusithiwa ubanjiwe umalume wakheubanjelwe ntoni umalume sphokazi?,usphokazi wayecinga uthabiso uyanyibilikakaloku umalume wakho he was a drug dealer babe yilonto wayehlala enemali ntsuku zonkewatsho ebamba uthabiso esidlelenikaloku thabiso awunoqala ngobuza umalume wakho qala uthethe ngathi.wamsusa uthabiso yabangathi ufumana amandla ngoba into awayenza kuye umalume wakhe akanayifanisajonga siphokazi ndisatsho futhi,the is no us ok?,so ndicela uzicenge sisi uphume sendiqala ubomi obutsha ngoku nomntu endizakumenza umfazi soon soon.waphambana usphokazi waqala phantsithabiso ndigoduse ke,undise apho wawundithatha khona b4 ndiphelele kwelikapawamthatha uthabiso wamjulela phandle watsixa umnyango wajonga kubulelwa.ubulelwa wayeme nabantwana bakhe ngase mnyangweni we lounge.this one of my bad dayz endingasoze ndizlibale empilweni yam i thought ndilifumene ulonwabo bt xakusenzeka kanje andiva kamnandi,i do love thabiso a lot kodwa lemeko akuyo nam i do understand,kodwa why mna ndingafumani into ezistreightwayewatsho lamagama ubulelwa ejonge uthabiso emehlweni,ingulowo ulindele igama komnye.wasuka waya ebalekile ubulelwa wahuger uthabiso with tears,kunya nabantwana bayobambelela kubazali babo nalontliziyo ibuhlungu ngoba babengafuni uthabiso ahambe,thy had i tight family xabebonke.uthabiso wachazela ubulelwa tht seyivile yonke into mos so yonke ingolohlobo kodwa uyacela azamxolele kulendawu yomntana kuba uyaqinseka yiyo emothusayo,futhi ebezamchazela qha bekungekabikho thuba naye ebesoyika kodwa injalo ke unaye umntana.so bulelwa uthini ngalonto?wambizela kwi lounge bayohlala ezisofeni,wabe ubulelwa echazela uthabiso angaphindi ayenze ayenzileyo,imfihlo azakhi mtshato ntonje ziyawuchitha,ukuze uhlale wonwabile hlala uthetha inyani ukuze ungabinexhala losoloko ubanezinto ekufuneka uzikhumbulile obuxoke ngazo,kodwa endifuna ukuxelela yona thabiso ndiyakuthanda,futhi im ready for everythng thing now,ndikulungele ubangumfazi wakho,uqala namhlanje soze ndikuyeke nzofa apho ufa khona.wabe ubulelwa eqinsekile ukuba uthabiso ngumntu onothando umthetho wakhe compare ezazinto bezithethwa ngusphokazi.yaphela lonto ke bahlala kamnandi,kwathi xa kusheke intsuku ezimbini zomtshato noba othabiso bagoduke,kwakhala ifowuni ka thabiso wayichola emaphikane nguthabiso lowo?wavumanje zange kubuzwe nempilojonga wena hule ndini lendoda,wathatha umntana wam oyintombi ikuphela kwakhe wazomlahla kwelokapa,jonga ke bhuti ndikuxelele into ubungakhange uyibuze ndingumama ka sphokazi ndithi kuwe owam umntana ndifuna umthathe uyombeka apho ubumthatha khona ungasamfuni,ndithi kuwe thatha intombi yam uzoyibekwa kokwayo,nalamali yesusu asiyilibelanga njembe ucinga ubhadlile nje,mandingahambi ndifowunelwa ngabantu bendixelela ngosphokazi olala emigqomeniwacima lofuwuni uthabiso wajonga ubulelwa zahla inyembezi.ubulelwa wamthatha wamselisa amanzi wambuza ukuba ithini ifowuni?,wayichaza yonke uthabiso kuba engasafuni imfihlo futhi.babebuzana ukba ababantu bemana befowunela kulosphokazi ngobani khona umntu onenumber kathabiso ngubani?,babebuzana lomibuzo bexakiwe bobabini.ubulelwa wabuza uthabiso ukuba uzawukwenza njani ngalena kasphokazi into ngoba kuyacaca soze bahlale kamnandi.uthabiso nobulelwa babezthulele bobabini ingabantu abangayithandiyo into embi.nabantwana babesebeyiqaphela ukuba ikhona into eyenzekayo apha endlin.bulelwa you know wat?,to me this is like #LIFE_AFTER_DEATH zange ndizive ngoluhlobo enpilweni yam,umama kasphokazi yena ibingekho enye indlela engcono ebenothetha ngayo?,khona kwakutheni bangafowuni ngokuya yena wayeshiye mna?watsho inyembezi uthabiso ejonge phantsi....#2BECONTINUED
Posted on: Sat, 19 Jul 2014 08:16:30 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015