Insert30# Ndapaka impahla zam ndalungisi bed yam ndahlamba - TopicsExpress



          

Insert30# Ndapaka impahla zam ndalungisi bed yam ndahlamba ndanxiba kwabe kushushu kwabe kuko I gal ehlale nxtdoor yam ndaqonda ndizoya kuye ndiyomcela andikhaphe ndiyotengi grocery yam, ndaya kuyo ndafika nda nocker Me: hello Her: hi Me: unjan her: ngiyapila (Ndabona lo uyakhuluma Me: ndingu Snazo ndingowala aphe nxtdoor Her: ndingu Lebo, ngiyajabulu kwaz snazo, uyatheta mos? Me: ew ndiyatheta, wena Lebo: ndiyakuzwa u baba wam ngu Mzulu mama wam ngumxhosa Umhle ke ulebo sisdudla esi dark esinnnwele ezinde. Me: bendicelu ndkhape ndifunu yethanga andizaz I shop zalapha Lebo: k yima ndigcoke (ndamlinda ke wagqiba sahamba Me: uyafunda or uyapangela Lebo: ndiyafunda wen Me: ndiyafunda Lebo: ufunda kuphi Me: university of pretoria Lebo: ngifunda khona nam (Ndavuya ndizotsho ndifumane umntu ozondbonisa ngoba yayinkulu n andikabinayo ne tym table andaz ne class Me: ndizosho ndihambe nawe ksasa andikabinayo ne timetable andaz nama class Lebo: k akho nkinga Sahamba no lebu, uyathandu hleka ke shn sayofike sangene pick n pay ndathenga iznto endfunu zthenga wandpatisa ndaye flatin yam ndazfakafaka endawen zazo. Ndahlala ndodwa ndaske ndakhumbule khaya zange ndahlala ndedwa ndafounelu mama ndancokola ndagqiiba ndafounelu amahle ndabe ndimbalisela ngendlela endidikwe ngayo engasahleki, nda founeli chommie yam ndimbuze zkhipani kuye Wits yaske yaya strait kwi voice mail nda founelu Aya sancokola kamandi. Latshoni langa andatya nokutya ndabe ndine stress sangomso eskolwen kuzobanjan ndiqala nokuya. Kwa nkqonkqoza u lebo wangena Lebo: hey gal mamela ke sizophuma ngo 7 apha mna ke ndikwi SRC ndiyaziwa, kufuneka ke cc ukhethe abangane aba ryt n ungabavumeli baze flatin yakho ngba bazophethe behlala nawe kurent wena n ku grocery wena n ubumnandi buninz apha ke cc umntu uyayaz into ayizele apha, ndizoth kwi friendz zam ungumntana se khaya ke nawe unga jampis Me: ok( ndincumile phof) Lebu: uyathandu hlala wedwa Me: ha.a bt andina choice Lebu: if u dnt mnd singahlala soy2 thn sirentise le yam I flat baninz abantu eskolwen abafun ndawo le mali yerent yala flat songeze ngayo apha lyk if sirenta I 2000 thina sithi yi 2500 thn le 500 songeze ngayo kule sizobe siykhuphile umntu akwaz ahlale enemali Me: ok akho ngxaki( ndandingafunu hlala ndodwa nam Iyenziwa imali apha kuse goli nyan. Kufuneka singazivumeli I chommie zize apha I flat ehlali gcwele iya deleleka, i friendz zethu sobonana nazo eskolwen or pha esthuben not apha cz I friendz aziko ryt zingaba nokuba. If ufunu funda ne group niya e library nawe ungay ema flatin abantu 2. Ndiyakcela ungabi na bf de u uqhele nt ngoku usafikayo ngoba kumnand apha ungazbona so wuyeki skolo ndiyakuxelela. Watheta shm n wabe theti nyaniso endiyala, zange ndifumane ziyalo ko mama ngoku ndiza apa anoba bazxela ukba xa bendiyalile ndiyabadanisa ngoku kungcono bathule ndizbonele ngoba ndimdala ngoku ndingu mama ndiyayaz into endiyfuna ebomin,sathi sohlala kunye xasimfumene umnntu Sancokola wahamba ndasheka ndilala Wayene 21yrs ulebo mna ndizoba na19 ngo Sept Kwaksasa ke ngoku ndavuka ndahlamba ndatya ndanxiba nda ready wandkwazu lebu sahamba. Safike sakolwen wa yo funi tymtable year course yam sayfumana wandisa clasin yam yabe ingekangen I 1st period, wathat no yam uzondfounela xa sizohamba wandnika eyakhe nam. Safike klasin yam wandishiya ke, ndahlala phantsi ecalen komnyu mfana Me: hi Guy: hello Yangeni lecture ya fundisa ke yapheli period zaqhubeka ke sade sazqgiba eza monday, kwako le gal ndincokola nayo yabe ihlale Tembisa ihlala kokwayo igama layo ngu Nthabiseng ngu msuthu bt uyakhuluma wabe ncokola shm e khangeleka njengentom athanda ubumnandi, ndaqonda soze abeyi chommie yam lo andbafuni abantu abazo fana no hlehle. Zapheli klass ndafounelu lebo ndamxelela wabuza ndiphi ndamxelela weza ne chommie zake eziy 2. Wandxela ke ukba ndiyi ccta yakhe qa bendhlala e makhaya babe be nice shm omnye ingu mxhosa wase Lusikisiki. Sahamben saye clasin ka lebo kwabe kushota I period e1 agqibe naye ndamlinda ke wade waphuma, wandkhapa ndaye bookshop ndayothengi ncwadi sagoduka. Kwangcono ke ngoku noko ndide ndaye skolwen. Samfumana umntu wo renta ke wathuta u lebo ebene tv ndingenayo mna, ndine fridge engenayo yena sane 3q bed soi2 no mculo soi2. Sahlala kwamandi no lebo n sasiba ne mali shm ngoba I flat ka lebo sasiyrentisa yona extra nge 500, Sabe si share mali la le yam siydibanise nale I extra isheke kula rent yale flat siyrentisao sabe si share ne mali ye grocery umntu ebesheka e ne mali shm n sasiytenga impahla shm hay nje n sasithenga iznto ezifanayo sizinxibe kunye, sasivana shm ndandingenayo I friend e clasin mna ndandincokola nomntu wonke, I chommie yam yayingu rumza wam phofu wenz 3rd year lomntu. Ndaqhele skolwen ke ngku ndayeka nolandwa ngu lebo ndandiziyela kuye ngku sendizaz ne block. Sabe sifounelana no Asa esith kumamdi nakuye sasingeka bonan qha, no Aya kuse ryt kuthi uSiba yena andmaz ndamgqibelu theta naye lst october so andaz nix ngaye andiyiyo ne fcbck friend yakhe. Savalele easters ndagoduka ke ndame ndiqala ubuya ndingemhle mani, wabe ngase mdala u boy wam ezoba na 3months ndamgqibela esene 11dys phofu engandaz nondazi wade wandqela kodwa. Sasise close no aya lamfana ngumntu shm, xa ndine 2days ndifikile wandfounela wacela ndidibane naye ndavuma ke nam ecele ndize no Indy. Bendkwaz u driver kodwa bendinge nix andikabinayo ne leaners lhe. Ndathati moto ndafaku mntanam kwi sit yakhe ndafaka ne zinto zakhe ndathi chuu ukuya ku Aya, safika kuye ingasavuyi I chommie yam. Wathi masiyothengen I drink e spar, sahamben ke wabe funqul u Indy ehambe mteketisa, sangene spar saya kwi cala le drkns sathi sisahamba njalo gqi gqi ngo Siba (caba uyafika ngoba wayephethe I bag) wothuka xa esibona..
Posted on: Sat, 29 Nov 2014 03:57:38 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015