Insert64 Neo:sorry Me:you forgiven now can i - TopicsExpress



          

Insert64 Neo:sorry Me:you forgiven now can i sleep Neo:lala Me:hamba alok Neo:dont worry i wont do nothing funny kuba i came here to fix things [siye sathula sobabini,ebesondele apha kum and it really made me so uncomfertable and ebephefumlela phezulu in my ear :/ ] Me:bhekela Neo:i want to hold you nje Me:hayi for ntoni Neo:just a friendly cuddle Me:mxm phuma apha or ubhekele Neo:yoh [waphakama waphuma ezingubeni] Neo:ulale kahle Me:nawe [he turned on the light] Me:siyaphandla marn [ndatsho ndizegquma] Neo:i wanted to see that face before ndilale [wasondela] Me:usafuna ntoni kengoku [wasusa isandla sam ebusweni and came closer] Me:can you get out [ndam pusher] Neo: ow sorry,see you ngomso [waphuma fast and also turned off the light] Bendingaboni uba uzama ukwenzani kanye kodwa ndazixelela if hes trying to play his funny games kum izosixabanisa and ndizompoxa.Intloko ibingcono kakhulu yona Ekseni ndaye ndavuswa yi alarm ndalungisa ibedi then ndayojonga ebathroom ndafika kungekabikhomntu ndayokhulula ndabhinqa towel ndayohlamba ndade ndagqiba xandphuma ndadibana noNeo emnyango,bendibhinqe i towel ke nangoku Neo:hybo sowugqibe nohlamba Me:ewe Neo:akukabethi no six Me:i know [i started feeling abit dizy] Neo:you okey Me:can you hold me to the room [i felt a pain on my knees] He held me ke ndafika ndazijula ebhedini naye wakhwela emvakwam and held my waist.Amehlo am ebebona mnyama so ndacimela and started crying Neo:should i call Dad Me:no Neo:hybo you crying Me:no im not crying [i wiped the tears] Saye sathula sobabini andizazi uba ndiphinde ndalala nini ndaye ndavuswa nguNeo Me:hybo ndiye ndalala [ebesenxibile ndaphakama] Neo:uyaphi Me:ndizonxiba ndiya eskolweni chn Neo:no utata uthi nxibela uya nase esbhedlele Me:ndi right Neo:he wont take no for an answer Me:what about iskolo Neo:its friday and umama will report you Me:yoh Neo:ndi late mna bye [he kissed my forehead wahamba] Me:bye Ndaye ndaphakama ke i felt weak still but ndade ndagqiba unxiba ilokhwe endandiyiphethe and slippers kuba ndandiphethe zona then ndehla ndaya eLounge bekukho utata ka neo,UMama yena ebeseye emsebenzini uLedi ebeseskolweni she was doing her 1st year Dad:so ready Me:ewe tata Dad:seyilungile i breakfast yakho e kitchen ambotya [ndahamba ke nam] Ibizi fruits with yogurt ndatya ke ndahlutha ndahlamba isitya e sinkin then ndabuyela where neoDad was ebe busy ngamanye amaphepha yena Dad:you done Me:ewe tata Dad:lets go [he took his car keys ne bag sahamba] Waye wavala indlu ke saphuma ngemoto wavala ne gate sahamba ke Dad:so ubaxelele abazali bakho uba ulapha Me:no khange tata i tried calling dad but azange ndimfumane Dad:your mom Me:no i ddnt call her,andnayo i number yakhe [bendingenayo nyani and bendingasayazi ndayilibala] Dad:strange,so how are you feeling Me:im just weak Dad:ill have to run some test ndikunike ne grip Me:you work there Dad:yes im a doc Saye sahamba ke sayofika wandifaka kwi ward ebine bed eyi1 phofu it was a public hospital.Waye wanditsala igazi ke wandifaka ne grip and gave me some pills Ndaye ndahlala ke kulo bed ndande ndabiwa bubuthongo,ndaye ndavuka ke ndacinga ufownela utata but ifown yam ndandiyishiyile so ndahlala.Kwaye kwazongena a nurse after a few minutes Nurse:hey how are you feeling Me:i feel no pain i think im fine [she checked my files] Nurse: okey the doctor sent me here so when you feel nothing ill call him so you can go but firstly ill go get your blood results Me:thanks [waye waphuma ke] After an hour kwazongena utatakaNeo with the nurse Dad:uziva njani ntombi [engasencume] Me:im feeling fine Dad:thats my makoti Nurse: :) hawu uNeo sekethathile kanti Dad:as you can see,noba ubumbekele omnye seye late [ndingasa blushy,uba ebeyazi andinguye kwalomakoti] Dad:so mila can you tell us something Me:sure Dad:whats been bothering you Me:nothing Dad:no seriously kuba97%of the results showed that une minor traumer lonto ithetha uba you have something ekuhluphayo Me:well not that i know of Nurse:if there is anything ekuhluphayo but you dont want to talk about it ungatsho and sizoku bhalisa to a counselling or phycology [I started to think uba inoba zizinto zonke that i have been through ziyabuya but hey bendi dealer nazo without any phycologis or help so ill cope] Me:no i dont need to talk to anyone ndi right [unurse uye wakrweca utaka neo baphuma bathethela ngaphandle but i could hear them] Nurse:shes distructed and unengxaki and she needs help Dad:ill see to it thanks Utata kaNeo waye wabuya wandikhupha i drip seyiphelile then wathi siyagoduka shamba ke endleleni zange sithethe sade sayofika kukho bonke abantu besesiphumile nesikolo Saye safika and had lunch emnandi ndabe ndifuna uyolala after ndityile Mom:sulala oko mila go and watch i tv noNeo atleast [we watched t.v ke phofu ndazibona sendilele ndavusa sendimbathisiwe ndindodwa] Baye baphinda band joiner ke and there was i tension mybe ubaxelele about this trauma thing ibinguLedi qha obezama incoko DONT FORGET TO (y) #Larnie
Posted on: Sat, 10 Jan 2015 13:15:00 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015