Insert7 Haike wa start imoto saya ekhaya no maka Tobeka ekhona - TopicsExpress



          

Insert7 Haike wa start imoto saya ekhaya no maka Tobeka ekhona sazama ke ukhwelisa umakhulu in the car. Yaduma imoto haike umakhulu waphelela endleleni xa sizofika esbhedlele. Makazi:oyhini mama ungayenza kanjani into enje usushiya kanjani ngoku jhuuuu jhuu haibo ndaveske ndaphelelwa ngamandla yafika imoto esbhedlele wohlika utata ka Tobeka wabaleka wayongena ngaphakathi wabuya no tata asebe phethe istretcher wakhutshwa ke umakhulu emotweni wabe ekhala umaka engxola ndathi xandphuma emotweni I collapsed ndizovuka sekumhlophe ndakhe nda lost uba kwenzeka ntoni but then iingqondo zabuya uba kwenzeka ntoni. I wanted to die at that moment ndavuka ndazingqibiza edongeni nge ntloko ndingaziva tu kwathi gqi ama nurse sendi mongoza. Afika andbamba. Me:Ndiyekeni maan mna, andnamama andna makhulu iseyintoni ke endihlelisileyo okokuqala I was the only child ku mamam andna bhuti andna sisi so basically I had no one in life. They tried to calm me down bandosuka umogozi bandiselisa namanzi ndaya ku makazi. Makazi:kuzolunga mntanam, uyabona wena uba ubungekho ngekthethba hlambi kudala umama eswelekile but kufike ixesha mntanam Me:kutheni nje makazi wonke umntu ohlala nam esweleka Makazi:hayi kalok mazandi xa kufike ixesha umntu uyasweleka noba uhlala nobani haike kwafikelela ixesha uba sigoduke. Sagoduka ke nyani wafika safika ekhaya sakhupha izinto ngaphandle. Ezilalini ke xa kuswelekiwe abantu belali bahlala apho kude kuyongcwatywa. Kwacelwa ubhuti Themba uba ahambise umphanga. I was young at that time but I knew I had to be strong for everything to go well coz akekho umntu owayesazi izinto zika makhulu ngaphezu kwam. Haike babuya oomalume bowuva umphanga. Baphinda banamabali ke oomakazi bam. Lahamba ke ixesha ingu September ngok kwenzeka lento I had to put my studies on hold once again. Kwathi day before ku ngcwatywe zafika iintombi ezinkulu zelikhaya. Makazi A:Jhuuuu jhuuu jhuuu yhini mama bancedisana ngokhala. Waphakama u maka Tobeka waba vuthulula ngee mpama. Maka Tobeka: Yintoni nikhalela ntoni? Beningavanga uba umama wenu uyagula? Anaza ngok se swelekile nizovisa abantwana iintliziyo ezibhlungu nizovuselela amanxeba apha she was actually shouting and crying at the same time waphakama omnye umama wamnqanda. Haike babe bekhona noo molokazana basekhaya mna ndakhe ndaphumla ndithe fokoxo egumbini ndisenzelwa yafika imini yomngcwabo wahamba kakhle we2 umsebenzi akwabikhonto sakhala normally but saphinda sathula. Ebsuku yayi family meeting. Malume:kuzothiwani ngo Zandile eyy kwacaba ke ndizobakude kakhulu eskolweni uba ndiyohlala nomnye wabo. MalumeT: hayi uZandile unoyise makuzanywe uthethwa naye sibone uba sincedisana kanjani. Azange ndphendule nenye ethethwayo coz umakhulu wandfundisa uba awuphenduli xa abantu abadala bethetha. Kwathethwa ke no tata kwakusa ndandingazi noba ndino tata haike kwacaba naye ndizobakude uba ndihlala naye kodwa ke zoyohlala no Dadobawo ohlala kfutshane neskolo ndandvuya kakhulu uba zotsho ndibekufutshane no Thenji i chom yam. Haike ndapakisha amsakana am ksasa ndazolandwa ngomnye ubhuti ingebuhlungu intliziyo yam. Sahamba ke safika ndangena ndabulisa. Dabawo:Thatha lemithwalo uyphetheyo uyoybeka kwa ronta andazi oobhuti bendenzela imithwalo nje ndogqiba uxakana ne gquba eli ndilizeleyo nam azange ndiphendule ke ndabeka iimpahla zam kwa ronta nyani ndabuya ndaza endlini enkulu ndama ecangomnyango ndingazi noba ndithini. Dabawo:awnambeko na kanti nanku utata lapha awkhange ubambe nasandla nasemntwini ndahamba ke nyani ndayobamba isandla Me:Molo tata haike wabulisa naye ndabamba isandla emntwini wonke uDabawo had 11 kids, Nomzamo, Nokuthula, Thembeka, Thobelani, Luyanda, Zanyiwe, Nodumo, Sicelo, Bongani, Bongiwe and Similo. Thats when my new life started
Posted on: Tue, 09 Sep 2014 08:54:19 +0000

Trending Topics



-need-tag-topic-510578772351784">4) LIST « Tag Admin; — Mimi-admin » – If you need tag
JORNADAS DE DEBATE Y MILITANCIA EN LA CUMBRE ANTIIMPERIALISTA EN
le="min-height:30px;">
Ingin mengencangkan tbh yg kendur? Sudah berolahraga,diet tp

Recently Viewed Topics




© 2015