Insert71 Bendisaxakiwe ndizomthini lo Doc i just took the phone - TopicsExpress



          

Insert71 Bendisaxakiwe ndizomthini lo Doc i just took the phone ndamjonga Doc:dear did you here me Me:ewe, kodwa i wont give you my number [ndamnika i phone] Doc:thought ubadlile or uzenza umsulwa apha kum kodwa uyazazi izinto ezinkulu kunawe I really felt offended,ibicacile that he knows my story Doc:i wont give you anything tonight you just rest so that ngomso uzogoduka there are people who also need ezi bedi [watsho ephuma] Hai ndincamile abanye ootata andiba understandi,ewe ebengutata ebemdala futhi nakowam ede ene grey hair Kwaye kwasebsuku ndabe ndingxamele kude kuse umama kaNeo called to check up on me then wished me a goodnight after the call ndaye ndalala kamnandi nje. I woke up ekseni ndivuswa yi nurse phofu,i went to take a bath then ndangqengqa.Later on kwaye kwazofika utata kaNeo he checked me Dad:you seem fine,better Me:i feel fine Dad:umamazala wakho brought you some stuffs to change :) Me: :v thanks to her Dad:you guys are still together right Me:hayi tata andazi,neo aint faithfull Dad:you know kunento ayithethileyo engakhange indiphathe kahle Me:what Dad:uyakuthanda qha ukubona ngathi awukho too loyall Me: ow Dad:funeka uthethe naye,he has to understand you Me:uthi im not loyal? Dad:utsho Me:so that gives him a right to go sleep with my friend repeatedly? [he looked me with that what look] Me:he did not tell you that Dad:no,are you sure ngalonto Me:im sure [ndatsho ndiphakama] Dad:you guys have to make things right Me:im not sure noba ndisafuna,im not ready for yonke lento,dating and everything Dad:i understand Ndaye ndahamba ke ndanxiba ilokhwe endandiyithengelwe Ngoku besifikile endlini utata ezophindela emsebenzini kuba wayeyenje uyobeka mna then waphinda wajika wabuyela emsebenzini.Mna i stayed e tvn oko kuba besendi late for ukuya esikolweni i decided to call dad nge lucky ndamfumana Dad:angel Me:hey,unjani tata Dad:ndi ryt wena Me:nam Dad:uphumile esbhedlele Me:ewe tata Dad:thats good Me:bendikfounela nje bye Dad:wait mila Me:ndimamele Dad:use hostel Me:no Dad:so kunganjani xandinokucelela uba usose ugqiba unyaka uhlala apho,ingathi i hostel ayikulungeli Me:no tata ndi ryt e hostel andinokwazi uhlala apha oko Dad:they would not mind milani Me:i do mind tata,ndi ryt e hostel and ndizophindela khona as soon a possible Dad:bendizama unceda Me:no ndi ryt Dad:when is the next out weekend Me:its three weeks away Dad:ndifuna ubuye i have something to discuss with you,ibalulekile Me:kutheni ungathethi apha Dad:ibaluleke kakhulu Me:kulungile ndizobuya Dad:cool,have to go He hung up Bendingekho sure ngohlala apha umphelo,hay bekungcono e hostel,kaloku ababantu were just helping our ayiyo responsibility yakho.Phofu kwalomntu uthi they wontmind ngulo ebendimele ngogoduka endingxolisa andazi sebathembe kwamanini,my dad kodwa :/ It was around 2 sendiqonda ndi bored lawai ndandihleli e kitchen drinking i juice bekushushu phandle.Ndava ngecango livuleka ndaqonda nguNeo.waye weza ngase kitchen Neo:ukhona? Me:ya Neo:uziva njani Me:ndi right [he took off his school bag] Neo:come here [wavula iingalo] Ndaphakama ndazifaka kuye Saye sabambana for a very long moment then sayekana.After the hug azange ndikwazi umjonga Neo: okey,let me go change Me:sure [he took his bag wahamba] Ndaye ndahlala ndagqibezela i juice then ndahlala nje bekupholile apha ekitchen waye wabuya uNeo Neo:nextweek siyaqala ubhala Me:ill go ngomso eskolweni Neo:good,ndibanesthukuthezi both sonke sibanesithukuthezi nooNathi.and i miss you Me:ndinguyelo nje Neo:i mean,i miss the old us.We used to be close and sonwabisana Me: oh Neo:i miss that nyani Me:then how about going back kwi friendship yethu,siyeke yonke lento siyenzayo Neo:uthetha ukuthini Me:you know what i mean [ndatsho ndiphakama ndizophum] He followed me Neo:uyaphi sisathetha kengoku Me:ndiya e roomin yam [bendisahamba] Neo:uhamba sisathetha Me:atleast andibalekeli mntwini [wanditsala ngengalo] Neo:so this is what this is about Me:khandiyeke Waye wandiyeka ndangena e kameren hay wandilandela Neo:milani Me:neo Neo:andizokuyeka undilahle ngenxa yobububhanxa ubuthethayo Me:bububhanxa ngoku?wow Neo:khawundimamele [waphinda wanditsala] Me:ndiyeke marn Neo:can you shut up,ukhe undimamele [ndathula] Neo:ndithanda wena,ufuna ndenzentoni to show you that Me:then why are you sleeping with her xawuthanda mna Neo:thats not the point Me:arg [wandisondeza and kissed me] I did not respond kodwa akayeka,ndazisusa kuye Me:andisakufuni neo Neo:uyandithanda nje milani. Me:thats not the point,we just not right for each other Neo:kutsho bani Me:kutsho mna [wandiyeka] Waye waphuma ndamlandela. Me:uya kuye [ebeyophuma emnyango] Neo:dont.. [wajonga kum] Me:hamba neo,go get some like you always do.I dont care anymore Ndathi ndisathetha ndeva ngempama eshushu then a kiss followed ndisazibambe isdlele DONT FORGET TO PRESS (y) #Larnie
Posted on: Wed, 21 Jan 2015 09:29:07 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015