Into yasenkonzweni. Xa kuphuma inkonzo bavele bakroxomise - TopicsExpress



          

Into yasenkonzweni. Xa kuphuma inkonzo bavele bakroxomise izitshizo zemoto zabo bemke. Soze kubekho mntu ukubuzayo ukuba uya ngaphi azokupha ilift. Akukho nebus ethutha abantu benkonzo apho balala khona iphinde ibabuyisele khona emva kwenkonzo. Ukuba awunxibi ooJimmy Choo nezinye zomgangatho ophezulu ujongwa nje akukho mntu ukuncokolisayo. Xa uqala ukuya enkonzweni uyabuzwa ukuba wenza ntoni ngobomi bakho, ubabone ukuba xa ungekho kwi executive apho uqeshwe khona okanye uneshishini lakho awufumani sihoyo. Kanti inkonzo ayiyondawo yokupholisa umphefumlo na? Seyaba yindawo yokhuphiswano ngoku? Ngcono ndizihlalele apha kwam ndikhonze uThixo kwam, kunalanto yenzeka pha kulankonzo. #SENSE
Posted on: Sun, 11 Jan 2015 05:52:04 +0000

Trending Topics



ef="http://www.topicsexpress.com/GALWAY-ADMINISTRATORS-ASSOCIATION-The-Galway-Central-School-topic-499140430163736">GALWAY ADMINISTRATORS ASSOCIATION The Galway Central School
Lately Ive had a couple of people who have seemed to revel in
The dealings of the Prophet, may the mercy and blessings of God
Sadly wont be seeing my mummy Nichola today.......because shes
Lol ek kon ni help om nou vi myself te lag. Lekker deur slaap sit

Recently Viewed Topics




© 2015