Ithi i Bible uThixo wahamba imbambo zone zehlabathi,wabuya wadala - TopicsExpress



          

Ithi i Bible uThixo wahamba imbambo zone zehlabathi,wabuya wadala umntu ngoko mfanekiso wakhe emdala original frm emhlabeni.Lomntu ke wathi yi ndoda.If uyawu qaphela ke nge liso lenyama ,lomhlaba waveza le ndoda isekwa ngulo mhlaba uthwele wonke nje uvobe wendalo.Lonto ke ithi, aku phosiswa xana kusithiwa indoda iwa iphinde ivuke ngabula Mandoza ,ngoba yadalwa original frm emhlabeni (Likoya).Injalo lonto and it worries me nga bantu abazi xakekisa ngoku sukela amanye amadoda or osisi aba sukela amadoda.Ngoba kwase kuqalekeni kwento zonke uThixo wathanda indoda.Yiyo ke lento ikhaya eli ngayi hloniphanga indoda iba likhaya eli ngena mthetho nakhaya eli ngena order ncam. Nqwa ke nakwi mibhiyozo imi sebenzi yekhaya or emisebenzini.Ngalo note ke ndithi xana omama beqala lenyanga yabo,bo mama ubulumko boku qala boku hlonela uThixo,kuku hlonipha indoda.Quka ke namanye amadoda maku hlonitshwane nto zo bawo.Akhonto ndino kuyithetha ngo senzwana eyabo imeko yaziwa ngabo no Sathana wabo.Gud morning.
Posted on: Thu, 01 Aug 2013 05:59:39 +0000

Trending Topics



" style="margin-left:0px; min-height:30px;"> "La nostra paura più profonda non è di essere inadeguati la
I tell you what...Collier County is a great place to be a

Recently Viewed Topics




© 2015