#KWZ Kwi #Meeting ibikhona emgura...kuthiwa nge 10th ka DEc - TopicsExpress



          

#KWZ Kwi #Meeting ibikhona emgura...kuthiwa nge 10th ka DEc zesiphathe iR50 #zeRegistration. Kwaye #isSkulFees sibuyile. Nge 20th ka Jan 2015 kuthiwa kufuneka siphathe #iSlip esixelayo ukuba iR150 uyibhatele ukuze sizokufumana #iStationary coz asizothenga #ncwadi nextyear! Enye iR150 izobe ilandele....bantu plz understand ayizombono zam ezi nam ndinixelela ebekuxoxwa kwi meeting ukuze ningashiyeki ngemva takeCare! #AccountNo= 080573258 #Standard Bank!
Posted on: Wed, 03 Dec 2014 13:40:01 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015