Kandifihle admin. Nali ibalana lam ndilapha Knysna Nekkies West ndingumfana osekhulile pha eminyakeni emihlanu edlulileyo ndafumana car accident ndisuka ekapa ndikunye ne Fiancé yam nge lucky ndasinda yona ayabina nhlahla. So oko ndihleli ndingafuni nokuyibona intokazi coz of inzondo yokushiywa ngumntu osenyongweni kum ebendinjongo naye ebomini. So esam isicelo sesi ndingenza njani ukuze kuphele le nzondo ndinayo and I did went 4 counseling but still kona kona ndafuna u mover on with life coz sekulithuba noko ngoku
Posted on: Mon, 07 Oct 2013 10:22:28 +0000
Trending Topics
Recently Viewed Topics
© 2015