Kodwa nkosi yam kuyoze kubenini skhala...kuyoze kubenini nkosi yam - TopicsExpress



          

Kodwa nkosi yam kuyoze kubenini skhala...kuyoze kubenini nkosi yam sihlukunyezwa...yinton le ingaka thina sayenzayo emhlabeni to deserve all this...kuyoze kubenini nkosi yam singamaxhoba...nkosi yam kutheni thina kumele siphile ngoloyiko kutheni Thixo sisifa okweempukane...sube uphi wena Thixo xakusenzeka lamasikizi...Yehova khawenzi nceba thetheleli zwe lakwa LGBT ...ndibeka emthandazweni indawo yase Northwest kutheni na Thixo lento kunjena kutheni abantwana babantu besifa okweempukane...ewe nkosi yam singaboni,siyakwenza okuchasene nezwi lakho kodwa lonto ayitshukuthi masijeziswe sisesemhlabeni...nkosi yam ungu Thixo ongalijikeliyo izwi lakhe...ungu Thixo wozuko ne mbeke ndsondeza wonke umntu wakwa LGBT fihla Yesu iimpilo zethu phansi kwesosandla sakho somusa no thando...stop this hate n discrimination against black lesbians...as I know that youre a God of miracles a man who never turn over his word...a man that never contradict himself gqokiskhali uhlomu hlasele umoya wokufa,,moya wodlwengulo..Thixo egamen lakho ndyabulela ngalemin intle kangaka yongama ke Sonininanini ezi mpilweni zethu...esandlen sakho wathembisa wathi uyosigcina skhuselekile..kufikelele elo xesha ke Thixo kumnyama kuhlwile kuthi...kulusizi kulunxunguphalo...kuzinyembezi kusisono silala sisoyika ngoba siziva singakhuselekanga amehlo wethu ahlala engcwengi nyembez ngoba asazi ubani ucinga nton ngempilo zethu..thank you Lord for everything that youve done for me Alwaba ufefe nobudlelwane bukamoya oyingcwele bungahlala phakathi kwethu ngoku nangonaphakade...Amen
Posted on: Wed, 20 Aug 2014 08:23:33 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015