Kukho abantu abanee-sums of debts zika-sathana besima ePullpit - TopicsExpress



          

Kukho abantu abanee-sums of debts zika-sathana besima ePullpit everyday kodwa banee-foreign materials with them lonto ibenze bangakwazi ukushumayela iNyaniso. My question ithi, ubasaphi abantu bakaThixo ungaphili kakuhle nje, neNyaniso iyakushiya ngoba your walk is too different to your talk. I call you all to complete repentance hay lomdlalo woku-actor abantu baye ku-Altar 7 days a week kodwa bangaze batshintsha, isono uyasivuma, ucele uxolo usishiye ufumane ukuxolelwa! BACK TO THE WORD OF GOD not iintsomi!
Posted on: Fri, 09 Jan 2015 19:32:43 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015