Ladies MasLungise Into Ey1 :/ • Xa Unxiba ii Mpahla eDuru - TopicsExpress



          

Ladies MasLungise Into Ey1 :/ • Xa Unxiba ii Mpahla eDuru Uzinxibela ii Siqu Sakho, Akho Need Yoba Uhambe Ubalisela Abantu Ba ii Heels Zakho Yi Malini Or Ba Wena Awuthengi Kwa Mr.Price :/ • Abanye Benu Trade In Izidima Zenu For Money & Material Thingz, And Then Nizame Uthenga ii Respect Yabantu Ngonxiba ii Mpahla Ezi Duru :o Impahla eDuru Wont Earn You Respect Noba Ungama Phezkwendlu Ukhwaze ii Price Ye Mpahla Zakho Okanye Uyshiye ii Price Tag ii Jinga Kule Jean Yakho Ye R1500 If You Were Slut Before Putting Those Clothes On, Use Cheap Nangoku Uzinxibileyo :o Youre Just A Cheap Package Wrapped In Expensive Cover :/ • Fana Noba Unxibe ii Lokhwe Yase MaChineni(Chinese) Or ii Mark Down Yakwa Mr.Price Ba Uyi Queen, EveryOne Can See That Youre A Queen Noba Unxibe ii Lokhwe Ye R50 • Yekani Ubeka ii Value Yenu Ezi Mpahleni Zenu, Nicinge Fanba Unxiba Impahla Ezi Duru Zikwenza Umntu Ongcono Kunabanye :o #Son_Of_A_Gun Tee**
Posted on: Thu, 08 Jan 2015 17:53:13 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015