Lol...... wow umntu uyakufa Efunda jaz... ndifunda into apha ye - TopicsExpress



          

Lol...... wow umntu uyakufa Efunda jaz... ndifunda into apha ye diet emakhayeni ethu ndihlekiswa yintoba ndithenqa eli INDIA ndiphangela nalo apha lakugqibukutya liphuma phandle losela manzi ukutya kune #Carryfish now ndifunda that kwi DIET yendoda mama sumanu mphekela into ezibabayo yilento avele abenobu thongo abeyi yoyo aphe caleni kwakho ozele kude kuse wes one alcers uyambulala umanucaphuka wedwa xa erhona engekajiji sani naso isithunywa kuqhawuke usikrotyana watch out uyakwanela ukubukela pha koGeneration uba uPriska uDlomo akamtyisi iPepile eyophozisa le ingaka atyileyo uShasha oko esozela yile RAJHA lol mrng bethuna bomama uyakugushuza wedwa kanti kufa kupha kula Pot ubuphekile lol
Posted on: Sat, 23 Aug 2014 02:25:12 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015