Lucs plz ndicela undifihle,ndaqala uthandana nomyenam ngo1999 saze - TopicsExpress



          

Lucs plz ndicela undifihle,ndaqala uthandana nomyenam ngo1999 saze sanomntana bfr sitshate,saza satshata ngo2008,ngoku ndifumanisa ngo2010 uba unomntana naye uthi ebengamaz kuba balala benxilile kakanye nd wathi uccza akamithiswanga nguye,ngoku ubusy uyamlandela ngoba umntana ngowakhe naye akaphiki uthi ufana naye,ngoku mna andaz uba mandithini kwaye andimaz noba uyandibhanxa na kudala wamaz qha ebesandifihlela ngoku kunzima kum uyamkela lento ngoba khange abenanyani kwasekuqalen,ndithin ndimamkele lomntana o aqale okwenza idna test nzokwaz ke ngoku umamkela? *Lucs*
Posted on: Sat, 10 Aug 2013 17:49:41 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015