MBUTHO WASEKUHLALENI singulombutho ungentla wasekuhlaleni ie - TopicsExpress



          

MBUTHO WASEKUHLALENI singulombutho ungentla wasekuhlaleni ie Zwelethemba, siyanicela bahlali baseZwelethemba, nibekho kulomhlangano sizakube sinawo Phi: kwiHolo yoluntu Xesha: eyesithandathu ntsimbi *18pm* Mba: Yizokuzivela kodwa ke ungezinto ezininzi eziqhubekayo ekuhlaleni Suku: namhlanje *03/09/2014* ubukho benu bubalulekile kakhulu, siyeke ukukhala koFB nakwezinye iSocial networks silifumana ithuba loba umntu akhuphe izimvo zakhe ezinokunceda ekuphuhliseni iKasi lethu nokulwa ubundlobongela. Masiyeni maZwezwe ngobuninzi bethu, kuba xa ingenakulungiswa sithi ilokishi yethu, ayinakube iphinde ilunge. kwaye ndiyagqibelisa ukuthi umbutho wasekuhlaleni kuba igama lawo liyakuphuma kwintlanganiso yanamhlanje. masidibaneni ngoko ke, Enkosi ngentsebenziswano.
Posted on: Wed, 03 Sep 2014 11:11:36 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015