MESSAGE OF THE DAY Page 62 5. Enye into eyenza umthandazo wakho - TopicsExpress



          

MESSAGE OF THE DAY Page 62 5. Enye into eyenza umthandazo wakho ungaviwa or ungaphendulwa KUKUNGAKWAZI UKULINDA (Patience). Abantu abaninzi they PANIC xa izinto zingahambi ngalendlela bafuna ngayo. KANTI UTHIXO WETHU UNGUTHIXO WEXESHA. WENZA IZINTO NGOKWEXESHA LAKHE. And ke kwixesha lakhe AKABIKHO EARLY OR LATE, HE IS ALWAYS ON TIME. And YENA UYAYAZI INTO AYENZAYO. UThixo wazi kwanto ngobom bethu uyayazi ukuba SIFANELWE YINTONI AND KUFUNEKA SIYIFUMANE NGELIPHI IXESHA LONTO LEYO. So wena KUFUNEKA UMVUMELE NJE UTHIXO ENZE LENTO AFUNA UKUYENZA NGOBOM OBU BAKHO. Kaloku thina sifana nePEN yena uThixo nguye ONGUMBHALI SO KUFUNEKA UMVUMELE ABHALE NANTONI NA AFUNA UKUYIBHALA NGOBOM BAKHO &ABHALE NGOKOHLOBO AFUNA UKUBHALA NGALO, NGEXESHA ELITHANDWE NGUYE. The bible says WE ARE LIKE A CLAY IN THE POTTERS HAND, SINJE NGODONGWE ESANDLENI SOMBUMBI (Jeremiah 18vs7). SO WENA NJE INTO EKUFUNEKA UYENZE KUFUNEKA UHLALE APHA KUTHIXO HOLD YOUR POSITION UNGASUKI. Angafiki uThixo ungekho xa ezise impendulo
Posted on: Mon, 15 Dec 2014 06:21:09 +0000

Trending Topics



div class="stbody" style="min-height:30px;">
CONSUMER prices jumped sharply last month, rising more than

Recently Viewed Topics




© 2015