Mamel ke sam story....Ndingu Ntombizethu Godini mos uzalelwe apha - TopicsExpress



          

Mamel ke sam story....Ndingu Ntombizethu Godini mos uzalelwe apha e #Monti kungekabikho ne #pozi eliy1,ndyabathanda abantu kakhulu...i have my weaknesses,my flaws n also iv done so many mistakes in other words i aint no saint i have lots of frndz n thy al love me i knw 4 sure kodwa u knw th feeling z dzam #mutual,Im gud at makin u laugh,i dont hold gragdes zizinto zabantu abamuncu mos ezo,Ndimhle,ndimilile kwaye ndinoncumo,talkin about th real smile mna hay smile ska satana I crawled,i walked ndide ndidinwe ndiizxelele ndiyancam bt now im ready to fly....Suka maan Decemba yascothisa!!! :):):)
Posted on: Fri, 12 Dec 2014 06:10:07 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015