Mandiqale ndixolise mabethunai. You know I enjoy writing eli bali - TopicsExpress



          

Mandiqale ndixolise mabethunai. You know I enjoy writing eli bali lwam lomqwebo. bt iimeko ngok are beyond my control. kodwa ndiyanithembisa xa kuphela le nyanga kuzoba ryt. Plz ndixoleleni. #elila Insert #91 Nozy was hesitant to answer the call ka Bullet bt wayphakamisa ke. anyway, abantu bazi u Nombulelo etshintshile futi ezisola ngezendzo zake ezigwenxa. Nozy Hey Bullet, unjani sisi? Bullet ndiryt sana, ngaphandle konqabelana. Caba uzixelele ukuba sobonana empangelweni. esheee! they are not friends njena. and I must say that Nozuko has a hear you know. zange abalise kwi coligs zabo ngestory ska Bullet, ukuba kwakusiyiwaphi mhla ngengozi. Apparently, Nombulelo fabricated a story and the coligs bought it. bamsizela. Nozy Hai wethu nawe awuxhaphakanga. haike they continued bancokola. The purpose of the call ke pofu ebefuna ubuza u Ncuthu ukuba ubuya nini esbhedlela and also nguban lo usweleke phayana kula ngozi. Nozy told her everything. she was so sympathetic towards Zime. sheim. andazi ukuba bekutheni kungathangani bt u Nozuko waphela echaza ukuba she is two months pregnant and also u Ncuthu lost her baby. bekungaziwa nokuba u Ncuthu was expecting. Haike, the obsession of Bullet towards Nelson yavuka ngamandla and thi in turn activated the cruelty juices (if theres such) zka Bullet. after hearing that, she lied wathi her battery with be exhuausted soon so they hung up. Nozy akuba ebekile ohone wanayo indawo ezisolayo about telling Bullet evrything, bt then again wazinqanda kulo thought. M everybody deserves a second chance, so mandingacingeli omnye umntanma kakubi. she has learned her lesson the hard way. bt there was that inner voice telling her that uzibhudile izingqi. wadukisa waculela phezulu. she then brushed her tummy for the 1st time after ezazile ukuba u preggies. it was finally sinking to her that she was carrying umntu pha kuye. she smiled at the thought yokuba unethamsanqa cz her man is by her side kuyo yonke lento. nini nini wacinga u Lwazi, bt amazwi ka Solakha ebesankenteza ezindlebeni zakhe. une cherry sana u czn wam bt yyathanda udlala ngabantu, plz dont fall for his trap. you have a man that adores you to the core of his existence. yangamazwi ka Solakha lawo. uthe esekwezo ngcinga. her phone beeped. it was non other than....Solakha. oh ndiyayazi benisele nicinga u Hlahla. no, ibingu Mashweme ngokwakhe. she read the msg, efinge intshiya ke kodwa. hey gal, mamela ke. I dont want to start a fight with my czn. he must never know about our talk. never. ndixela kuye xa ndikhathazwa ngu Juju so andifuni kuxabana naye! cheers. Nozy replied kwangoko. relax sweety, I wont tell him, thank you again. nawe ke ungaxeleli u Nelson about the kiss. it meant nothing. Meanwhile, at Table View. Zime ebephumile kla room kanina. wayengati ukwelinye ilizwi and shame maan, ebengekayikholelwa tu ke le yoba akanama. Nelson hey Mxo, mandihambe ngok. ndzoza ngomso xa kuko ixhegwazana. Mxo hai akonto, akonto Sukwin. enkosi tata maan ngento yonke. Uyosele usinceda mntakwethu side siwuqabelise umsebenzi ka nomD. Watsho lo mfana wayengezelisa. kucaca mhlophe ukuba he mean evry word eliphuma emlonyeni. ebefanele. nhoko abantu abafana no Nelson bayeka ukwenziwa. abakhoyo bambalwa. humanity is replaced with animosity in the present society, hai nam ndiyabulela Sukwin. on behalf of this family. Nelson waphuma ke, udibene no Zime e gatin. wayejonge kude . Nelson hai maan uzogodola baby, hambonxiba endli. ndzokubona ngomso mna vha. Zime ok Nelson. see you tomoro. watsho wajongisa inyawo zakhe endlin. she did not feel like talking to anyone. Nelson drove his car to his house. and he took a very long bath. wayecinga yonke into le kodwa ephambiili yaykukushiywa kakhe ngumfazi wakhe. Zolekas death brought back all the sad memories. wazikhumbula kakuhle naye lo efana no Zime. engadibani nabantu If it wasnt for his father in law, tatuMgcina. noba naye ngewazibulala. wayelibele tu ngo Ncuthu. ezibona elilolo elizweni. bt the late Thyopho kept reminding him that esekhona u Ncuthu emhlabeni. he still has a reason to live. uzibone zisehla iinyembezi uSukwin. wanga ucula u NjengeBhadi libhadula. kula ndawo iti Zaphalala iinyembezi ndakuba ndindodwa, ndakucinga ngaba ninzi abangasekhoyo Tsiiii! uyafihla kanene mhlaba futi awoneli. Esacinga njalo, his phone rang. It was Luncuthu. yancuma le ndoda futi yalibala kwanto ngenzima nentlungu ekuyo.
Posted on: Tue, 12 Aug 2014 19:49:14 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015