Molweni bethuna Ndingubhuti ona 37 nditshatile its been 7 years - TopicsExpress



          

Molweni bethuna Ndingubhuti ona 37 nditshatile its been 7 years we have 2 kids mna ndinaye ke endamfumana ndingekatshati, please nindimamele kakuhle , andazi ndenze kanjani ndizamile ukuthetha nomama womtwana wam lo umdala ukuba kungcono ayeke ukuza apha kum umntwana ndawusuke ndimbone imeko xa ivuma kuba my wife doesnt like yonke lonto sihlala sixabana ngento enye unfortunately am not going to loose my wife over this, and now umama walomntwana is telling me that am hurting the childs feelings, uzawuthi kutheni engazukuza, kungcono ndisuke ndiphume ebomini bomntwana wakhe ayazi qha andikho, kanti ke bendingafuni njalo qha andifuni aze apha my wife doesnt like it, and to avoid seeingher child getting hurt makangezi, ekugqibeleni I will not compromise when it comes to my wifes happiness, ndicela ukubuza ndona eyiphi na when am trying to protect my marriage why should I hurt my wife into engayithandi ndiyamnika nje imali.advice me please ndenze njani like to this woman undenza umntu ombi. UTA
Posted on: Fri, 18 Oct 2013 13:11:32 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015