Molweni friends and family ndine nkinga kelendawo ndihlala kuyo - TopicsExpress



          

Molweni friends and family ndine nkinga kelendawo ndihlala kuyo nabantu abahlala e next door `qho xa umntana wam elele bathumela abantwana babo ba mabazodlala kanye phansti kwe window ye bedroom yam `benza I noise bavuse umntana wam ndinabantwana nam apha endlini h but xa befuna udlala ndibase e pakini bayodlala ”ndonele ngababantu ndibize I land lord now ndifuna uyixelela or if akathethi nabo ndiya e court ndonele.
Posted on: Sun, 24 Nov 2013 07:28:34 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015